Amanani A-Rational

Kwi mathematika, irational number lilo naliphi na inani elinokubizwa ngokuba yiquotient okanye yifraction p/q yee integer ezimbini, up no q, libe linedenominator engu-q engalinganiyo no-zero.

kuba ke u-q esenokulingana no- 1, yonke i-integer iba linani eli-rational. Ingqokolela yawo onke amanani a-rational ihlala ibonakalisa ngobhalo ongqindilili u Q (okanye umbhalo obhalwe ngqindilili kwibhodi emnyama , i-Unicode Template:Unicode); wamiselwa ngo-1895 nguPeano emva kwe quoziente, igama lesiTaliyane elithetha i"quotient".

I- decimal expression ye-rational number isoloko inokuphelelwa emva kwenani lokugqibela kuludwe lwamanani okanye iqalise ukuphinda-phinda kwa olo ludwe lolandelelwano kwinani lokugqibela loo nto isenzeka ngokuya isenzeka ngokuphundaphindeneyo. Ngaphezu koko, naluphi na uphinda-phindo okanye ukupheliswa kwe-decimal kumele inani eli-rational. Ezi zivakalisi ziyinyaniso, kodwa zingeyonyaniso yebase 10 kuphela, kodwa zikwayinyaniso yayo nayohi na enye i-integer base (umzekelo ibinary, ihexadecimal).

I real number engekho rational ibizwa ngokuba yi-irrational. Amanani azii-iIrrational aquka [[izi-quare root zika 2|Template:Sqrt]], π, e, kunye neφ. I-decimal expansion yenani eli-irrational iyaqhuba ingaphindwa-phindwanga. Kuba ingqokolela yamanani a- rational numbers ikwazi ukubaleka countable, ibe yona ingqokolela yamanani angawo (iireal numbers) ingenakho ukuba ingabalwa, phantse onke ii-real numbers zi-irrational.

Tags:

Inaniwikt:quoziente

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

UmculoIqela leLiverpoolTsadaInyongoENgilaniIsisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayoUkuzalwa wedwa ngumlu wanyamaGini eNtsha yasePapuwaNathiParisIsimangalo Sika-ThixoUngcoliseko lomoyaCrotoneUmvundl'uzek'indlelaENew South WalesSABC1David GuettaImaliAbabhali besiXhosaUkuba nguQelezanaIsikhonkwaneIsantyaISO 639-3Indlovu ayisindwa ngumboko wayoUEFA Europa LeagueUmtshato wesintu/umendoZineIKhemistriOlympic FC de NiameyUntunjanaUkuzenza akunje ngakwenziwaIndlal' InamanyalaI-KhandidaThomas MofoloIsisele sombinzaUluhlu lwabantuCoreia do TwoaieEyomngaE-AlgeriaAbantu baseMzantsi NdebeleEminemInkobeCapri VillageI-AfrikaUlwalukoUkukholwa yeyokosaI-Eskom15Abdourahamane TchianiOonobumbaNelson MandelaNgumsont'onyikinyikiIReal Madrid v FC Barcelona (1943 Copa del Generalísimo)IsokaIMinasothaUbhodl'usambosaI-autographIItalyI-RepublicIchizaU-Buyelekhaya Dalindyebo🡆 More