Kweli phepha sizakudwelisa amagama ababhali besiXhosa abaqaqambileyo ngokweminyaka yokubhala kwabo.
Amagama abhalwa kolu luhlu ngamagama abantu abancwadi zabo ziye zapapashwa ngokusemthethweni. Sikwakhuthaza iintsapho zaba babhali ezikhoyo namhlanje ukuba nazo zizekwe mzekweni. Siyakuqala ngababhali abathabatha inxaxheba kwiminyaka yoo-1800-1899; Siphinde sijonge ababebalasele kwiminyaka yoo-1900-1950. kwiminyakaYhini bantu bakuthi!!! Apho sithe sashiya khona izikhewu sithi ngxe! siyakuthi gqolo sizivala.
Aba babhali balandelayo ngabo abavula indlela kubhalo ngolwimi lwesiXhosa.
Umbhali | Ubhale ntoni? | Itayitile | Unyaka ekupapashwe ngawo lo mbhalo |
---|---|---|---|
Gqoba William Wellington | Imbali/Umbongo | Imbali yaseMbo | ngo-1840 |
Ntsikana, William Kobe | Iphepha-ndaba | ngo-1841 | |
Ngababhali abaninzi | Yi-Jenali equlethe ingqokolela yamabali nemibingo | Isibuto Samavu | ngeminyaka yoo-1843-1844 |
Ayliff, Rev. John | yi-dictionary enge-Grama yesiXhosa | Vocabulary of the Kafir language | ngo-1846 |
B. W. | Hintza hintzaExample | ngo-1846 | |
Soga, Tiyo B. | amaculo okudumisa; iingoma; nemibongo | iindumiso ezinje ngo-'Lizalis' indinga lakho | ngo-1857 |
Soga, Tiyo B. | Incwadi | Uhambo lomhambi (Kuguqulwe incwadi ethi "Pilgrim's Progress") | ngo-1867 |
Newton, Rev. | Yincwadi yeendumiso zecawa ebhalwe ngesiXhosa | ngo-1869, yaphindwa ngeminyaka yoo-1873-1877 | |
Mqhayi, Samuel Edward Krune | umbongo/isicengcelezo | ngo-1875 | |
Newton, Rev | incwadi | Iintsomi zika-Easop eziguqulelwe esiXhosa (Isiqingatha soku-1) | ngo-1875 |
Newton, Rev. | incwadi | Iintsomi zika-Easop eziguqulelwe esiXhosa (Isiqingatha soku-2) | ngo-1877 |
Brownlee, Charles | Yimagazini (le yingqokolela engembali zikaSandilli. isicengelezo; kunye nesicatshulwa;ezingoSandilli]. ' | i'Cape Monthly' | ngo-1879 |
Yincwadi/yimagazini ebalisa ngemfazwe yamaGcaleka | i-'Cape Monthly' | ngo-1880 | |
Jabavu, John Tengu (Umhleli) | Liphepha-ndaba/yiJenali | Izigidimi samaXhosa | ngo-1881 |
Ntsiko, Jonas | Yincwadi yamaculo eCawa abhalwe ngesiXhosa | ngo-1881 | |
Yibhayibhile | Incwadi yeeNdumiso | ngo-1883 | |
Andrews C. | Yincwadi ebalisa ngemfazwe; izicatshulwa; iingqokolela; iimbali ezingobomi; nezingobuhlanga | Cape Quart Review,2:7 Personal reminiscences of the kafir war of 1834-5 | ngo-1883 |
Gqoba, William Wellington | Iphepha-ndaba | ngo-1884 | |
Bokwe, John Knox | Incwadi | Ama-Culo ase-Lovedale | ngo-1885 |
Beattie, Thomas Ross | Umbongo | Pambamiso; a kaffir hero | 1891 |
Cory, Sir George Edward | Notes of expeditions gathering historical material including notes of his conversations with elderly black and white informants in the Eastern Cape which record their memories of historical events from 1820-1902, the oral tradition of the Xhosa. [manuscript; oral; history]. | ngeminyaka yoo-1897-1929 | |
Sontonga, Mankayi Enoch | Iculo, umhobe weSizwe, ingoma, umbongo | Nkosi sikelel' i-Afrika | ngo-1899 |
This article uses material from the Wikipedia isiXhosa article Ababhali besiXhosa, which is released under the Creative Commons Attribution-ShareAlike 3.0 license ("CC BY-SA 3.0"); additional terms may apply (view authors). Content is available under CC BY-SA 4.0 unless otherwise noted. Images, videos and audio are available under their respective licenses.
®Wikipedia is a registered trademark of the Wiki Foundation, Inc. Wiki isiXhosa (DUHOCTRUNGQUOC.VN) is an independent company and has no affiliation with Wiki Foundation.