Iintsomi: Isikhukukazi noDyakalashe

Kwathi ke kaloku ngantsomi,kwakukho umntwana ogama linguSimanye Nika,lomntwana wayeyi Princess yase South Africa,Lomntwana waye Clever kuneklasi yakhe yonke kwathi ngenye imini.....

intsomi

  • point 1
  • point 2

sub section

intsomi Chosi ngantsomi watsho umakhulu ecaleni kweziko erhangqwe ngabazukulwana nezizukulwana.Sele lisithi ndithenge,kumalanga kaloku kwilali zomsobomvu iimfuyo sele iqokelwe yabalwa ngamakhwenkwane phaya ebuhlanti ukanti nazo iintokazi sele ziphekile zabasa ezindlini.Ngoko ke sele ilixesha leentsomi.Intsomi libalana elithi libalisiswe liqulakhe izenzeko zemilingo noqashi qashi.Ithi ke xa iphela intsomi ibe inemfundiso kubazukulwana. intsomi ke ziyafundisa,ziyaxhobisa kwaye ziyo nwabisa yive intombi yakwaMhlophe uGcina xa ebalisa intsomi de enze amazwi ezithethi ezinje ngezilwanyana ibezizo.Umakhulu uye ayihle amahlongwane intsomi eyiqala ekuqaleni eyinonga ngezaci namaqhalo.Ahh! Yoyi abazukulwane ukulala ecaleni kweziko besiva ukufudumala kwegubo le ntsomi ayihambi yodwa umlilo uyaqhuma eziko indlu ithe gungqu.bade ke bamane bephupha ngayo abazukulwana kuba intsomi yintsomi.

mandulo phaya wonke ubani waye ngaliphosi ixesha lentsomi.iintsomi zazinceda abantwana bafike ngexetsha endlini.zazimanya usapho kuba kwakuhlekwa ngumntu wonke konwatyiwe.maxa wambi xa kukhona indawana ezibuhlungu kubekho ukukhathazeka,babenyembezana abantwana,kuthuthuzelwane.

References

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

I-ErizonaIkhowudi yengingqiIfolokhweTrevignano RomanoCandelaro (Foggia)I-DemocracyIntsebenziswanoUcalucalulo oluxhomekeke kumbalaCataniaUkungaphumeleli kwesakhiwoIGoogolplexPeruFC Barcelona9CaroebeMultilingualismISO 3166David Guetta1987–88 Primera B NacionalLibodeIKholorado50/50 i-burgerUxam wakholwa ngamantintintiIzibuloKgalema MotlantheE-Marin CountyIziduko zethuLex Iulia MunicipalLonato del GardaFabrica di Roma (kumasipala)IPhondo yaMpumalangaIkhalenda yesiXhosaIchizaNawuruIPhondo yaseMntla-NtshonaIYukreyiniUkufana kwezintoIsikhululo seenqwelomoya saseJaisalmerISerie B 2021-2022River Esporte ClubeI-dimensionUkhwekhwe lwexhwiliAjentinaWattvilleI-integerMandisa MayaMauritaniaUMzantsi AfrikaIngxabano yama-Arabhu namaSirayeliReggio CalabriaVanderbijlparkImiphungaICawa emZantsi AfrikaAmadoda angama-gayIthoyilethi yomngxumaIzimelabizoUmfundi🡆 More