Impundulu

Uhlobo lwentaka engumlingo exhaphake kakhulu kwiintsomi zesiXhosa.

Mandulo phaya le ntaka ibisayanyaniswa nombane, apho kudlale khona izulu bekukholelwa ukuba oko kubangelwe yimpundulu. Kwintlalo yamaXhosa kukholelwa ukuba yintaka yabafazi yokuthakatha athi umniniyo phambi kokuba asweleke ayishiye kwenye yeentombi zakhe. Ukuba ayabelwangwa mntu iba yingxaki neshologu ekuhlaleni kuba kaloku isoloko inxanelwe igazi.

Impundulu
Uthekwane, intaka ekukholelwa ukuba inembonakalo yempundulu.

References

Tags:

Igazi

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IsiSpainAlbertina SisuluIsiHlanguYinyama yamakhwenkweUlwandle olumnyamaMilanIsiNgesiIsiqithiImfundoAmanani a-rationalIimpawuImoto/Inqwelo amfuthaTuvaluIfonetikiUngalahl'imbo yakho ngoPhoyiyana, kuba uphoyiyana uyemka ngomsoGini eNtsha yasePapuwaKuthini ukuphumelelaUmhlahlo ngamehloRobben IslandEzolimoI-oxygenI-KhandidaIncokoImfazwe ka MlanjeniIntabaUntsikaneISpainBoksburgUbunkokheliMasizingce ngelwimi zethuI-cellInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiIndebe yeSerie C yaseItaliI-NATOI-organismIhlabathiIJerusalemInkaw'ixingetyeniUxam waphusileI-Pluto (i-astronomy)ISBNGrassy ParkIilwimi zaseMzantsi AfrikaIYurophuUmdlaloIgrammaI-ecologyIkhompyuthaEyomdumbaBellvilleKhaan Khuns-Erchim FCIMercury (iplanethi)IPhondo yaNtshona-KoloniMixto Esporte ClubeIItalyUsapho (lwakwa Bayoloji)IxoloBawo osezulwiniNonkalaUkulingana ngokwesiniIZimbabweIsisele sombinzaUkuzalwa wedwa ngumlu wanyamaAmapolisaI-DenominatorUkuba nguQelezanaNgumtya nethungaIbhokhwe🡆 More