Ijerusalem

IJerusalem yenye yezixeko ezindala apha emhlabeni apho abantu bathe bahlala khona ngokusisigxina.

Kwiinkolo ezininzi sibaluleke kakhulu esi sixeko. amaJuda ayibona iJerusalem njengesixeko esingcwele kuba ibisaya kuba liziko lenkolo yabo kunye nezopolotiko ngamaxesha eBhayibhile. Kukwayindawo apho iTempile kaThixo imikhona. AmaKhrestu ayibona iJerusalem njengendawo eNgcwele kuba zonke izinto ezazisenzeka neziganeko ngobomi bukaYesu Khrestu zeenzeka phaya. amaMoslem akholelwa ekubeni umProfethi uMuhammad wavuka esuka kwakule ndawo waya ezulwini.

Ijerusalem
iSkyline saseJerusalem

Omabini la mazwe, kwaSirayeliIsrael nasePalestine abanga iJerusalem njengeikomkhulu lelizwe. Onke amanye amazwe kunye nezizwe ezimanyeneyo, masithi Umntla-weJerusalem inxalenye yakwaSirayeli ize impuma Jerusalem yona ibe yinxalenye ye Palestina. Kuba ingabonwa nje ngelizwe eliphantsi kwalo naliphi na elinye ilizwe okwaku, esi sixeko asinawo amaziko ozakuzo. amazwe amaninzi anamaziko awo ozakuzo eTel Aviv naseRamallah.ikumkani

Imithombo

Tags:

IBhayibhileIsixeko

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

EyokwindlaI-AutismRondeboschLuhlazaIzizwe ezimanyeneyoIshumi elinesixhenxeIndlovu ayisindwa ngumboko wayoIxesha loMbindi Yurophu''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''I-omnivoreIReal Madrid v FC Barcelona (1943 Copa del Generalísimo)Esihleliyo sidl'ukuhlala, esiphilayo sesithwethwayoIgolideAmaMpondoAkukho nzwan'ingenasiphakoUmchamoUbuhloboIRuabon FCKazakhstanImozuluIsakhonoIziDuko zomzi wakwaXhosaDimpho HaniIqakambaI-VelocityIzimelabizoUmoyaAppleKugawulwa owaziwayoUMzantsi AfrikaIwikipediaI-TranskeiSamuel Edward Krune MqhayiIJerusalemInto ayibethwa ngankanaBRICSIsixhobo sokuhamba kombane -I-AccountingMsakiUbukoloniyali bamaGrike eNtshonaUmdaniso webhaleyiImikhwa yakwaNtuUngalahl'imbo yakho ngoPhoyiyana, kuba uphoyiyana uyemka ngomsoKuhla ngamqala mnyeIV. ABAKWAMGODELIIsifo esosulelayoBesiktas JKIindlela yokuphilaIfilosofiBrazlândiaPescaraUkudibanisa/UkongezaIsiziba siviwa ngodondoloUnothiNawuruI-carbonIBayolojiIPolandUkohluka, ukulingana, kunye nokufakwaIsiziba siviwa ngodoloBolivia🡆 More