Isisele Sombinza

Umbinza ngumthi obutyiwa kakhulu emaXhoseni, ungenzelwa ndlala.

Ubusithi ukuba ufunyenwe uluhlaza, ungekavuthwa, udwatywe, ukhiwe, umbelwe izisele, uthi wakufumana ukufudumala esiseleni ubehle uvuthwe kamsinya. Lukwanjalo uTongothi. Ke ezo zisele zombinza beziba zizisulu zokubiwa ngabantu bonke nezingalunge kubo. Livele apho ke eliqhalo. Ithi into yakuba luhlantlalala olungenabani, athi wonke umntu azenzele kuyo engayicelanga, kuthiwe sisisele sombinza.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Isikhuni sibuya nomkhwezeliInkukhu isikwe umlomoUlwalukoAmaqhalo amaXhosaIqhenqaUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoUluhlu amaqhaloIfizikiUkuzalwa wedwa ''ngumlu'' wanyamaIYunivesithi yaseStellenboschUmzaliUbhodl'usambosaI-OhayoEyokwindlaIPolandUkuhlukunyezwa kwesiyobisiKugawulwa owaziwayoImfundoUlwimi lwesiRomaniaRhulumenteUlwimi lwesiLatiniThabo MbekiENgilaniI-asexual reproductionLifeE-AlgeriaISBNIAstronomiINigeriaIBhayibhileIBrazzavilleMadridIItalyIPhondo yaFreyistataIimpawuV. UKUZALWA KUKALEPOQOIsiziba siviwa ngodoloIsiEsperantoUkuba nguQelezanaImbelekoUbunjineliItshesiIntethoKumeleb'ibuyiswe ind'ebendala2014 FIFuRoni da FutbollINabraskhaIqaqa aliziva kunukaInkobeAjentinaIgrammaAmashumi amabiniBothasigRomaniyaUNtsikanaYegushaUJohn Knox BhokweIBayolojiNelson MandelaIntliziyoUmamaIsiSpainIsiColombiaIyunivesithi yaseMzantsi Afrika🡆 More