Iphondo Yantshona-Koloni

isiXhosa (23.7%)isiNgesi (19.3%)

Ntshona-Koloni
Western Cape
Iphondo Yantshona-Koloni
iKhapitali iKapa
iDolophu enkulu iKapa
Premier Alan Winde
Area
 – Total
Ranked : 4th
129 370 km²
abaNtu
 – Bonke (2011)
 – Density
Ranked : 5th
5,822,734
37.4/km²
Ulwimi isiBhulu  (55.3%)

Tshintsha

UPhondo lwaseNtshona-Koloni luPhondo lwaseMzantsi Afrika. Ulwimi olusetyenziswa nagabantu abaninzi sisiBhulu kweli phondo, lize lilandelwe sisiXhosa. Ezi zizona lwimi zinamandla kakhulu ekuthi kulindeleke ukuba ummi weli phondo aziqonde kuba zizona zistyenziswayo kunxibelelwano lwasemakhaya nakwintetho yasesidlangalaleni.

Idolophu yalo enkulu yiKapa.

Kuqikelelwa kwinani labantu abazi 4 524 335 (zigidi ezine zinamawaka angamakhulu amahlanu anamashumi amabini ane sine, namakhulu amathathu anamashumi amathathu anesihlanu) abahlala kulo.

Abantu abaninzi kweli phondo bathetha isiBhulu (55,3%), isiXhosa (23,7%), nesiNgesi (19,3%).

Uluhlu lweendawo eMzantsi Afrika Iphondo Yantshona-Koloni 
iFreyistata | iRhawuti | Mntla-Koloni | Ntshona-Koloni
KwaZulu-Natala | Mpuma-Koloni | Limpopo | Mpumalanga | Mntla-Ntshona

Tags:

IsiNgesiIsiXhosa

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

ImfazweBongani MayosiIchizaBawo osezulwiniNgumsont'onyikinyikiBochotnicaKungaf'intak'enkulu amaqand'ayabolaMicrosoft WindowsMelikaPipistrellus raceyiUmkhondo wamaGqunukhwebeI-PielavesiUlwimi PortugueseI-Cremonese Sports Union 2022-2023Selena GomezAfrikaanse Hoër SeunskoolKuhla ngamqala mnyeIbala lemidlalo laseGewissISwitzerlandUlwandle olumnyamaFC BarcelonaIndlovu ayisindws ngumboko wayoDavid GuettaMinecraftMonterosiGoogle Street ViewIYunayithedi SteyitsiIShayinaCataniaInqakuUbudodaISO 639-3African National CongressIRashiyaIPolandUbunkokheliAmabheleImfazwe ka MlanjeniUkucinezeleka kwamaninaAmaXhosa11 (inani)IsiBhuluIzizwe ezimanyeneyoI-BerlinGovan Mbeki Local MunicipalityEMontiIwikipediaNomfundo MohOxhel'eyakhe akabuzwaMilanRoodepoortIseleInqweme lenkawu lidliwa babini, owesithathu ngumnqakathiAmersfoort, MpumalangaUkungaphumeleli kwesakhiwoI-AlabhamaIgaziAtomHellas Verona Football ClubIMayini2020–21 serie AInyikimaIpolisa (igosa)Candelaro (Foggia)🡆 More