Intaba

Intaba kukukhukhumala kwendalo okwenzeka emhlabeni apha ngaphezulu yile ndawo ibayincochoyi (okanye incakam).

Iba yindawo enyukayo nende kunenduli. Iintaba zisoloko zicingelwa okokuba zizinduli ezibude bazo bungaphaya kwama-600 eemitha (malunga nama-2000 eenyawo), kodwa lo mbono awunjalo kuwo onke amazwe.

Intaba
Intaba yeTafile IKapa uMzantsi Afrika.
Intaba
Intaba
iMount McKinley eAlaska e(USA).

iintaba zibalulekile kuba zisoloko zinamanzi phakathi kwazo, kwaye zisoloko zibakho apho aqalisa khona amanzi ukubaleka. Iintaba zinjengezihluzi, ngoko ke abantu bangafumana amanzi ahlaziyekileyo.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

I-glandAppleIsoviet UnionSABC1IsiTsongaBrasilUlwimi PortugueseUmZantsi MelikaAkukho nzwan'ingenasiphakoIsiBhuluLilishwa lomhluzi wamanqinaIbala lezemidlalo laseDomenico MonterisiUbugcisaIYurophuIndebe yaseNigerReggio CalabriaEppingIKateriniThornhill NtabethembaI-omnivoreAkukho nkang'idubul'ingethiSerie AIChileINANIEyesilimelaAbkhaziaUbunkokheliBarbara MasekelaCandelaro (Foggia)IKhemistriUmlamboNyu ZilendUcwaningo33838 BrandabakerImpunduluBelharIBhayiAubuso ngelosiU-C (woku-programa ulwimi)VosloorusIstovuI-DenominatorEyokwindlaI-e-mailSosna-RUmqombothiIntaba yomgaqosisekoIPolandUnyawo lwemfeneIkhowudi yengingqiDeda mhlangala endaweni yenyhwangiIkhompyuthaUMoya oyiNgcweleIHanoveri (eJamani)🡆 More