Ibhokhwe

Elona gama lesiNguni esibizwa ngaso esi silwanyana yimbuzi.

Abantu abaninzi bayakuthi eli gama lelesiZulu. Kanti hayi khona, belisayakusetyenziswa ngabo bonke abantu abantetho yabo isisiNguni. Kwathi ke ngenxa yefuthe lolwimi lwesiBhulu kumaXhosa, kwasetyenziswa eli gama lithi 'Ibhokhwe'

Ibhokhwe
Ibhokhwe

Ibhokhwe nenkomo zizilwanyana zasekhaya ezibaluleke kakhulu kubantu bemveli baseMzantsi Afrika. Bekuhlalwa kusenziwa ngazo imicimbi enje ngamasiko ekuhlaleni. Ubuyakusoloko usiva kuthethwa ngebhokhwe xa kusenziwa imicimbi yekhaya emincinane. Kanti ke yona inkomo ibibaluleke nangaphezulu kuba kaloku ibixhelwa xa kukho imicimbi emikhulu. Iigusha ezi ziyafika zize nabelungu yiyo le nto kuthiwa ngamadlagusha.

Mandulo phaya umntu omnyama wayengayifaki kowakhe umlomo igusha, eyicekisa, kuba kaloku wayengayazi. Nditsho nehagu le iyafika kweli lizwe, yayingekho mandulo. Yibhokhwe negusha ezona zilwanyana bezixhelwa, zityiwe.

na zasendle kuba

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

PalermoIntlaloIsigweboUkutya kwamaMpondoIsisu esihambisayoUloliweUmthath'uzal'umlothaIFinlandI-OhayoIItalyIsiSpainBoliviaUkwendaUmdlaloIVeniceUkuba neentloniIndlovu ayisindwa ngumboko wayoThabo MbekiUkuzidla ngezinto ngemvelaphi yakhoDesmond TutuISpainNouakchottYindaba yakwantombiKommetjieIntliziyoEyomqunguI-Particle physicsEminemInqweme lenkawu lidliwa babini, owesithathu ngumnqakathiSamuel Edward Krune MqhayiSerie AUmoyaUnyawo alunampumloIzibuloI-e-mailUbunjineliNonkalaFrench Frigate ShoalsIbandla LamaBapistIsakhono sokufundaMelikaSantosEGenevaNiameyUmkhomb'ubhembesileInyanga zonyakaUmthetho wokuqalaMasizingce ngelwimi zethuUmntu asint'izityand' igilaIGAMA LOBUSUTHUI-Personal compyuthaIsifundoIsikoloIndlebeUZaharaINigeriaIPhondo yaseMntla-NtshonaDu NoonIjet lagImephuUKwindlaUthandoIndod'imba kweny'emqoloIhlathiUEsawuKuhla ngamqala mnyeUkuzalwa wedwa ''ngumlu'' wanyamaIbhunga lezokhuseleko leZizwe eziManyeneyoI-Neurology🡆 More