Ubugcisa

Ubugcisa bunendima enkulu kwinkcubeko, kwaye igama lithetha into engaphezulu ko bugcisa.

Ubugcisa buquka koomabonakude , ubugcisa bokufunda nokubanosiba lokubhala (njengee ncwadi neminye imibhalo) kunye nobugcisa bokushukumisa amalungu omzimba (njengom culo, ukudanisa, umdlalo weqonga).

Ubugcisa
Ubugcisa

Maxa wambi, kwiiyunivesithi, busisishunqulelo seqela lezifundo eziphangaleleyo ezibizwa ngokuba ziihumanities. Ezi zifundo ziquka ifilosofi, itheology, iliterature, iilwimi, kunye nezembali ngokunjalo.

"Izifundo zobugcisa zidla ngokuthelekiswa nezo"bunzululwazi".

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

I-UEFA Champions LeagueIsifo sephephaInto ayibethwa ngankanaIndlal' InamanyalaI-crateUnyawo alunampumloAbaThembuISpainIsiziba siviwa ngodondoloNelson MandelaImfundoIAkaaUkubhed'idlabaImelaEbhayiKugawulwa owaziwayoUEFAHamburgAnne BoleynIziduko zethuAmaXhosaUmthandazoImbila yaswel'umsila ngokuyalezelaUmlomoIJamaniUkwendaE-AlgeriaIKhentakhiInzululwaziIinweleInkukhu isikwe umlomoMinecraftKrugersdorpIJerusalemENetherlandsIGAMA LOBUSUTHUI-A & W zokutyelaTranskeiWalter Sisulu UniversitySamuel Edward Krune MqhayiIimpawu zokudibanisa nokuthabathaIilwimi zaseMzantsi AfrikaMangosuthu ButheleziI-keyboardIndlovu ayisindws ngumboko wayoMicrosoft WindowsAmaqhalo amaXhosaIngqondoJacob MatlalaEyomqunguIntyatyamboLinqweme lentuloAmafuIsifo se-Coronavirus 2019IsikhonkwaneIzibuloIsiEsperantoIzembeInyanga zonyakaUNtsikanaIsiziba siviwa ngodoloIklabhu yeMidlalo ekumbindiUmzaliKuxhelw' eXhukwanaElokufa alityeliIMayiniUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoUngcoliseko lomoyaUbhodl'usambosaAmanzi🡆 More