Umatshini Wokwenza Ivasi

Umatshini wokuhlamba impahla ngungumatshini ohlamba impahla emdaka onomgqomo wokufaka impahla.  Lo mgqomo uzaliswa ngamanzi,  uze kuthi emva koko ujikeleziswe ngamandla ukuze amanzi akwazi ukukhucula ukungcola empahleni.

  Uninzi lwezi matshini zokwenz ivasi zenzilwe ukuze  iisepha zokuhlamba impahla ezibizwa ngokuba zii-detergent (ezingamanzi okanye  pezingumgubo) nazo zigalelwe kwakulo matshini.  ezi zinto ke zinganceda ukuze impahla icoceke ngokuqaqambileyo.  

Umatshini Wokwenza Ivasi
Lo ngumphambili womatshini ekuhlohlwa kuwo impahla.

Maxa wambi umatshini wokuhlamba kunye nomatshini wokomisa impahla babekwa ndawonye. Ommatshini bokuhlamba impahla basoloko besetyenziswa nge-teknoloji ukuze ukwazi ukuwutshintsha usebenze ngendlela ofuna ukuhlamba ngayo. 

Ezinye ii-website

Umatshini Wokwenza Ivasi  I-Media enxulumene neematshini zokwenza ivasi kwi- Wiki Commons

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Ubunto bentoIBotswanaI-FungiUmqeqeshi wezemidlaloIbhola ekhatywayoSawo Tome nePrinsipeInyanga zonyakaUkukhululekaImozuluUkubamb'isisila sehobeINyuyokhuUmamaCanzibeUKatEzemidlaloRomaniyaIbhunga lezokhuseleko leZizwe eziManyeneyoEGoliLotus RiverIntliziyoIMontanaIMayini''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''I-keyboardIYunayithedi SteyitsiEyomqunguU-Winnie Madikizela MandelaThomas MofoloIsiziba siviwa ngodondoloIJojiyaMacauIgaziISBNInkaw'ixingetyeniIndlal' InamanyalaIzihlomeloBritishUmnombo weenkosiUyilo lwezakhiwoUmkhomb'ubhembesileUxam wakholwa ngamantintintiI-eurITurkiyaUngcoliseko lomoyaAmazwi alula omculo wefowuniIVeniceVusi novaAlexander MakedonFIFAFrench Frigate ShoalsUngalahl'imbo yakho ngoPhoyiyana, kuba uphoyiyana uyemka ngomsoIsikhuni sibuya nomkhwezeliImfundoOxhel'eyakhe akabuzwaIBrazzavilleIsiyelelane seFoggiaSerie AEyokwindlaUmntu asint'izityand' igilaUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoUkuhlukunyezwa kwesiyobisiITanzaniaRhulumenteINyujeziI-Neurology🡆 More