Isantya

Isantya ngumgama ohanjwa yinto ngexesha elithile nelibekiweyo.

Isantya ngumlinganiselo obonakalisa okokuba ingaba into ihamba ngokukhawuleza kangakanani na.  Umyinge wokuhamba kwesantya sento ngelo xesha limisiweyo ngumgama ohamjwa yiloo nto uze  ducukucezwe okanye wohlulwahlulwe ngexesha.

Ukufumana isantya  

Isantya sifumaneka ngo-Isantya ,

Isantya Isantya 

apho ke u-Isantya  ungumgama aze yena u-Isantya  abelixesha elichithiweyo. 

Ii-units zomlinganiselo wesantya

Zininzi ii-units zomlinganiselo wesantya. Umzekelo, isantya sokuhamba kwento singalinganiswa ngee

  • imayile ngeyure (mph),
  • khilomitha  ngeyure (km/h)
  • mitha ngomzuzwana (m/s), noyi-SI-unit yesantya.

Ukutshintsha isantya

Xa into itshintsha isantya, ihamba ngokukhawuleza okanye chu kancinane.Ukuba siyanda isantya sento ethile, kuthiwa xa ibizwa yi-acceleration. Ukuba into iya ihamba kancinane, size isantya sinciphe, ibizwa ngokuba yideceleration, okanye i-negative acceleration.

Amanye amaphepha azalana nala

  • I-Velocity
  • I-Momentum
  • I-Quantum mechanics
  • I-Metric system

Tags:

Isantya Ukufumana isantya  Isantya Ii-units zomlinganiselo wesantyaIsantya Ukutshintsha isantyaIsantya Amanye amaphepha azalana nalaIsantyaUmgamaUmlinganiselo

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

ImbelekoEYurophuIBhishoKugawulwa owaziwayoU-Tiyo Soga (1819-1871)MultilingualismUYesu KristuEksodusMasizingce ngelwimi zethuIpolisa (igosa)2023 Campeonato RoraimenseMsakiCuload neengcingaBoeing 737Ibhola ekhatywayoI-integerElokufa alityeliUmngqushoIziDuko zomzi wakwaXhosaUmhlabaImveliso yasekhaya encangathiMayibuye indebendalaInkululekoAppleI-AstrolabeIsenziIsisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayoUkhoziGeorge W. BushOscar MabuyaneAvalaIfizikiVia del mare stadiumUmdlaloGallicano nel LazioESkotlaniIsakhono sokufundaInkomoIsikhonkwaneBRICSIntetho''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''UbunjineliBaskin-RobbinsI-input - ukungeniswa kolwaziI-MercuryUBrenda Nokuzola FassieULeonardo da VinciENgilaniUkutyaI-AutismIFinlandIsikhuni sibuya nomkhwezeliFransiIntliziyoIkhowudi yomthethoParisKuhla ngamqala mnyeMexicoISpainWakkerstroomI-computer hardwareNgoSeptemba 11, 2001 ukuhlaselwa🡆 More