Isenzi

Isenzi luhlobo lwegama (isigaba sentetho) esixela okanye isenzeko okanye esithile.

Singundoqo wesivakalisi: sonke isivakalisi sinesenzi kuso.Izenzi zikukuphela kohlobo lwegama elimana ukuguqu-guquka libe kwixesha lakudala okanye libe kwixesha langoku. .

Zonke iilwimi apha emhlabeni zinezenzi, kodwa azisoloko zisetyenziswa ngendlela efanayo.  Zineempawu ezahlukeneyo ngokwahluka-hlukana kweelwimi.  Umzekelo, kwezinye iilwimi izenzi zesiTshayina nesi-Indonesian) aziguquki zibe kwimo yakudala neyangoku.  Oku kuthetha okokuba le nkcazo ingasentla isebenza kakuhle kwizenzi zesiNgesi kuphela.  

Zilishumi elinesithandathu izenzi ezisetyenziswa kwisiNgesi esikwinqanaba esisezantsi. Zezi: be, do, have, come, go, see, seem, give, take, keep, make, put, send, say, let, get.

Igama 'isenzi'

Igama elithi isenzi livela kwigama ''were-, intsingiselo  yegama elithi Proto-Indo-European "igama". Liza ngegama lesiLatini elithi verbum kwisiNgesi nangesiFrentshi sakudala esithi verbe.

Verbal phrase

Isivakalisi esifutshane, isenzi sisenokuba ligama elinye: The cat sat on the mat. Kodwa ke isenzi sisenokuba yintetho: The cat will sit on the mat.

References

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

ImfundoIJapaniIsakhono nge-StatisticsIsifo sephephaIBhayibhileIntaba-mliloEyomngaUsaphoIntlaloVI. UBUKHWENKWE BUKAlEPOQOIsarhaIsiXhosaHilde HolgerJohann Sebastian BachIlihloUmngqushoUmNtla MelikaImveliso yasekhaya encangathiPeruIsixhobo sokuhamba kombane -UmlinganiseloInyokaI-IlinoyiDansaIhlabathiGini eNtsha yasePapuwaCapri VillageUmjelo waseMonteranoImephuIintsomiInqweme lenkawu lidliwa babini, owesithathu ngumnqakathiUmntu asint'izityand' igilaIntyatyamboI-organismAmanani a-rationalMandisa MayaSt James, Cape TownIsityaloIsisu esihambisayoWoodstockDonald TrumpPersepolis F.C.IItalyYegushaTélé TchadInani eli-positiveIzibuloSixhenxeEzemidlaloNgumsont'onyikinyikiRhulumenteInkwenkweUmlambo iAmazonUxam wakholwa ngamantintintiFratello josephISivumelwano saseVersaillesImoto/Inqwelo amfutha🡆 More