Ilihlo

I lihlo lingungu lomzimba elisisazinge elisetyenziswa ukuva ukukhanya ukuze izilwanyana zikwazi ukubona.

Zimalunga ne97 yeephesenti izilwanyana ezinamehlo. Image-resolving eyes are present in cnidaria, molluscs, chordates, annelids and arthropods.

Ilihlo
Iliso leentaka ezizingelayo

Kwizilwanyana ezincancisayo, zimbini iintlobo zeecell, yirods kunye necones, zivumela ukubona ngokuthi zithumele umyalezo ngeoptic nerve oyaengqondweni.

ezinye izilwanyana zinakho ukubona ukukhanya okungenakubonwa ngabantu. Zinankho ukubona ukukhanya koomabonakude okanye ukukhanya okungaphezulu koko kuqhelekileyo.

I"nwebu" engaphambi kwelihlo isebenza njengekhamera. Ingatsalwa yimisonto yemyama engaphakathi kulo ibesibaca ngakumbi, okanye iphinde iiyekelele ibuyele endaweni yalo ikhamera yelihlo ibesisazinge kwakhona. Ngokuya abanye abantu bekhula ngokukhula, bangangakwazi ukwenza oku ngokugqibeleleyo. Abantu abaninzi bazalwa benezinye ingxakana ezininzi okanye badibane nezi ngxaki ebudaleni babo, baze ke ngoko bafune izpeks zamehlo (okanye "iinwebu ezenzelwe ukubona"') ngeenjongo zokusombulula le ngxaki.

Imithombo

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Ungcoliseko lomoyaIYunivesity yase Fort Hare''Ingwe idla ngamabala''IsarhaIklabhu yeBhola yeTorinoBawo osezulwiniIngwe idla ngamabalaIwikipediaCanzibeMessinaHyakka Ryōran Samurai GirlsI-integerITopiyaIilwimi zaseNiger-CongoAngolaUmkhondo wamaGqunukhwebeIndlovu ayisindws ngumboko wayoIVeniceUlwimi PortugueseIntabaI-pancreasIsisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayoI-omnivoreUMarvin Gay SrIJojiyaIsokaDiepkloofEViennaIndlalaEntrenaRobben IslandUnothiAlexander MakedonUkhwekhwe lwexhwiliUlwimi lwesiRomaniaTurkiyaI-CNNIsiXhosaI-AyowaUkuzenza akunje ngakwenziwaMidrandAlbertina SisuluUmthethoISivumelwano saseVersaillesIyunivesithi yaseMzantsi AfrikaIsifo se-Coronavirus 20191937 Copa dos Campeões EstaduaisIRashiya12UfudoIsilevuUkuthetha/ukukhupha ulwaziIilwandleUmqombothiIsituloEyomqunguI-Uranus (i-astronomy)MrBeastLetta MbuluULeonardo da VinciZenzile Miriam MakebaEyedwarhaUmhlaba🡆 More