Isixhobo Sokuhamba Kombane -

i-conductor sisixhobo sokuhamba umbane, ubushushu okanye isandi caukuze ezi zinto ziye kuphumela kwenye indawo. 

Isixhobo Sokuhamba Kombane -
Ucingo lwe-Copper lusisixhobo sokuhamba kombane, ngamanye amazwi siyi-conductor yombane 

Inkoliso yee-metals, ezifana ne-iron kunye ne-copper, zii-conductor zombane. Ezi metals zisetyenziswa ukwenza iingcingo ezithwala   eukuhamba okanye ukuletsheza kombane. I-Plasma yeyona yakhe yabalasela ekuthwaleni umbane kwaye isetyenziswa ukufezekisa iinjongo ezininzi kodwa zona ii-metals zisetyenziswa ngaphezu kwezinye.  

Ezinye izixhobo zii-semiconductors. Oku kuthatha okokuba umbane ungahamba ngazo kodwa kungakho amagingxigingxi.  

Ezinye izixhobo zii-resistors. oku kuthatha okokuba ezi zenza kubenzima kakhulu ukuba umbane ungahamba ngazo. 

Ezinye izixhobo zii-insulators. Oku kuthatha okokuba zikumisa kume ngxi ukuhamba kombane.  Iingcingo zogqunywe ngee-insulators ezinjenge-plastic ukuze umbane ungakwazi ukuhamba ushiye ucingo. 

Ezinye izixhobo zithi xa kubanda kakhulu zibe zii-superconductors. Aziniki nkxaso ekubambeni umbane ukuba ungahambi. 

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Umthetho wokuqalaRomaniyaI-AlaskhaI-EncryptionIAstronomiApple IIIBrazzavilleIReal Madrid v FC Barcelona (1943 Copa del Generalísimo)IBotswanaIncokoAmafuIngwe idla ngamabalaMadridInqweme lenkawu lidliwa babini, owesithathu ngumnqakathiUmamaValparaísoIkhompyuthaIntliziyoYindaba yakwantombiAbkhaziaUKatUJohn Knox BhokweI-Personal compyuthaIVeniceImpembelelo kokusingqongileyo ngesifo esingubhubhane i-coronavirus ka2019-2020UmxubeIsifo sephephaUkuhlukunyezwa kwesiyobisiLotus RiverIsakhono sokufundaKrakówUyilo lwezakhiwoIligi yeSizwe yobuNgcali kwiSerie AIMasetshusethiIiAlpsIJerusalemUmzaliZemk'iinkomo magwalandiniBothasigUntunjanaV. UKUZALWA KUKALEPOQOUlwimi lwezandla lwase Mzantsi AfrikaINigeriaNyu ZilendIsiziba siviwa ngodondoloUKwindlaAugustusUkujikeleza ndawonyeImotoISO 639-2Amazwi alula omculo wefowuniFrench Frigate ShoalsUmlinganiseloUkuba neentloniOxhel'eyakhe akabuzwaAmaXhosaMbombelaIsikoloI-Yunivesithi yasePitoliIntabaAjentinaSwitseriiIntethoIKhalifoniyaGini eNtsha yasePapuwaUkubhed'idlabaYinyama yamakhwenkweIzithethe zasebukhosini zezimvu zasePugliaUGautam BuddhaNgumtya nethunga🡆 More