Ezemidlalo

Ezemidlalo ziquka yonke into esebenzisa amandla ethi yenziwe ngokudlala ethi yenziwe ngokungahoywa okanye ngocwangco injongo ikuku lolonga umzimba nokunika ulonwabo kwabo babandakanyekayo.

Ezemidlalo
Ibhola ekhatywayo yabantwana kwi Indiana, Melika
Ezemidlalo
i-Golfing
Ezemidlalo
Motorsport: Bruno Senna in the 2006 Australian Grand Prix.
Ezemidlalo
i-Gymnastics

Ezemidlalo zisenokunzwelwa ukuphiswano, apho lowo uphumeleleyo athi abonakale ngomvuzo lento iye idinge ubuchwepheshe ingakumbimbi kumabuquka naleyo idlalwa ngabantu nganye nganye, ukuya kutsho kuleyo idlalwa ngamakhulu abantu ngaxeshanye, benagamaqela okanye bezimele ngenqayi elangeni. Eminye engasebenzisi mangla enjenge midlalo yebhodi kunye neenkasi nayo nbanga aphezulu.

Iindidi zemidlalo ekhoyo ingamakhulu ngamakhulu, kuquka naleyo idlalwa ngabantu nganye nganye, ukuya kutsho kuleyo idlalwa ngamakhulu abantu ngaxes yebhodi kunye neenkasi nayo nbanga aphezulu. Iindidi zemidlalo ekhoyo ingamakhulu ngamakhulu, kuquka naleyo idlalwa ngabantu nganye nganye, ukuya kutsho kuleyo idlalwa ngamakhulu abantu ngaxeshanye, benagamaqela okanye bezimele ngenqayi elangeni.

Eminye engasebenzisi mangla enjenge midlalo yebhodi kunye neenkasi nayo nye amaxhesha kuthiwa zezemidlalo, kodwa imidlalo yaziwa ngokusebenzisa amandla nangokubuchwepheshe bomzimba.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Inkukhu isikwe umlomoI-Italian Football FederationInyokaImbelekoInombolo ye-atomUmchamoUJacob ZumaWarszawaInkwenkweziUkuguqulela uncwadi lwabantwanaSteve BikoIngxoxo ngemfazwe yamaXhosaIsandlaImfazweIsoviet UnionILuwiziyanaU-Gqoba, William WellingtonNgumtya nethungaDumisa NtsebezaList of Premiers of South African provincesUbiratan Esporte ClubeIndodaMariya, umama kaYesuIbhola ekhatywayoIsiko lolwalukoIMontanaUkungalinganiImbaliIsantyaIRiphabhlikhi yaseMolossiaKuxhelw' eXhukwanaIindlela zeNkcubeko zeBhunga laseYurophuMasizingce ngelwimi zethuNelson Mandela UniversityI-UNESCOI-OhayoENgilaniQunuNgumsont'onyikinyikiImiphungaIsalathiso soPhuhliso loLuntuUmtshato wesintu/umendoUmamaIndlalaNyu ZilendMustafa Kemal AtatürkCharl Cilliers, MpumalangaUkubamb'isisila sehobeInkwenkweRafael Orozco MaestreINabraskhaMecontaIndlovu ayisindwa ngumboko wayo🡆 More