Imephu

Imephu ngumfanekiso wendawo, idla ngokuba ngumfanekiso womhlaba okanye indawo ethile yomhlaba.

Ipmephu yahlukile kwifoto ye-aerial kuba kubakho iyahlalutywa

Imephu
Imephu yehlabathi eyazotywa ngo1655

Igama elithi "mephu" lisenokusetyenziswa xa kuthethwa ngetshathi okanye umzobo obonakalisa ubudlelwane phakathi kwemibono, abantu, iziganeko, okanye nantoni na eyenye onokucinga ngayo. Yiyo le nto abaqhulukqi beewebhu besoloko bethetha ngoludwe lwamaphela ewebhu kwiziko lewebhu iziko lemephu.

abantu abenza iimephu ziicartographers.

Imephu ezininzi namhlanje zenziwa ngokusebenzisa nkqubo yekhompyutha ekuthiwa yiiGIS. Ezi ke ziyinkqubo yoovimba abalawulwa ngokweendawo endaweni yamagama embali.

Ukuba imephu ikwintwana yephepha okanye kwifestile yekhompyutha, kufuneka ibe icwangcisiwe. Kuba kaloku umhlaba ungqukuva okanye usisazinge kwaye lona iphepha kunye neefestile zekhompyutha zona zisibanca. Zininzi iindlela ezisebenzisa imathematics xa zisenza izicwangciso. Lunye kuphela uhlobo lwemephu yomHlaba olungacwangciswayo lolo luzotywa emoyeni. Olu ke kuthiwa yiglobhu.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Ukuzalwa wedwa ''ngumlu'' wanyamaBlue DownsEyenkangaIbhola yombhoxoAbujaLuhlazaUmchamoIntaba-mliloKugawulwa owaziwayoUmtha wedolo8Inqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiI-NATOINyujeziUmzaliIpopulationE-ChicagoOmanUkhenkethoUbuKumkani bamaBritaneAline BarrosI-EquationIsiJamaniBritishImineral ekukutyaClements KadalieUkutyaERomaUmphathi kasompempeNathiUkuthethaFish HoekI-femurIziqithi zeCanaryUmlomoAkukho nzwan'ingenasiphakoKommetjieIAstronomiNayijaAbkhazI-EshiyaNgumtya nethungaIbhokwe efuywayoKrakówYinyama yamakhwenkweBolognaInto ayibethwa ngankanaIsifo esosulelayoE-AlgeriaSelena GomezI-SchistosomiasisIsisele sombinzaUkucima ngaphandleKuhla ngamqala mnyeIziphaluka zaseBritane eziphesheya kolwandleNgumthi nexoloEMantla eMakedoniUetersenITopiyaIsiXhosaInkokheliDeda mhlangala endaweni yenyhwangiIilwimi zaseMzantsi AfrikaIntlalo kwaXhosaGrisiAmatheLilishwa lomhluzi wamanqinaUmlambo iAmazon🡆 More