Ulwandle Olumnyama

Ulwandle olumnyama lulwandle oluse-Eurasia phakathi kweYurophu, iCaucasus, kunye neAnatolia.

Imilambo emikhulu emininzi iqhagamshelana nolwandle olumnyama, enje ngemilambo Don, iDanube, kunye neDnieper.

Ulwandle Olumnyama
Imephu yolwandle olumnyama

Luqhakamshelana kulwandle iAtlantic ngolwandle imediternean, ulwandle iAegean, nakwimizila yamanzi emininzi. I90% yonke yolwandle ayinaOksijin. Amanzi ngaman'anetyuwa kodwa ubutyuwa bawo bunganeno kunobo bolwandle. Kwiminyaka yokuphungulwa kobushushu emhlabeni -ice age, ulwandle olumnyama lwalusisidibi samanzi ahlaziyekileyo.

Imbali

Kwiintsomi zesiGrike, iiArgonaut zikhenketha elwandle. AmaGrike abeka amakoloni ukuze ajikeleze ulwandle kuba kwakubalulekile ukuthengiselana namazwe amaninzi kwimbali kwiimbali zakudala. iphulo leGallipoli ngemfazwe yoku-1 yayikukulwela ukungena kuLwandle olumNyama. Lwalubalulekile kwiMfazwe yesi-11 kwiHlabathi.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

UbuhlwempuIsiNgesiBraccianoIligi yeSizwe yobuNgcali kwiSerie AImbilaITopiyaIsiko lolwalukoIsakhono sokufundaU-NgubengcukaIBergamoInkomoInkwenkweUkuzidla ngezinto ngemvelaphi yakho''Ingwe idla ngamabala''African National CongressI-EncryptionAmatheIzizwe ezimanyeneyoUbunjineliIsigweboTorshavnIsilevuYegushaIMinasothaBaskin-RobbinsUkhenkethoBarra do BugresEyomngaLibodeUmfaziUkulogga kwe-keystorkeIziqithi zeCanaryInehibi yamanzi ifa ngamanzi, eyezikhali ifa ngezikhaliI-MoleculeIPolandMexicoDonald TrumpVietnamWolfgang Amadeus MozartUnonkalaUngeno olungenamkhetheZondeni SobukweRafael Orozco MaestreAnne boleynWhakeINyuyokhuUlutsha lwe-Titans Hamba!AmapolisaIsiphumo sokuxilongaI-omnivoreYenkomoMonte VistaI-velocityImfazwe ka MlanjeniIYukreyiniENgilaniIfilosofiU-AristotleElokufa alityeli🡆 More