Isigwebo

Isiggwebo sisisohlwayo ubukhulu becala, kwaye isenokuthetha ukuthi:

  • ngokomthetho:
    • Isigwebo (umthetho), umzekelo isigwebo sentambo
    • Ukwayo (umthetho), isohlwayo sokutyeshela imigaqo nemithetho, okanye ukuxhatshazwa iinkqubo zomthetho.
  • Kwezemidlalo:
    • Ukufumana isigwebo (ibhola ekhatywayo e-Amerika) ufumana isohlwayo ngenxa yokokuba iqela lakho liye lophula umthetho.
    • Ukufumana isohlwayo sokukhaba (kwibhola ekhatywayo)/(kwibhola yesoka) kukufumana imbuyekezo ngenxa yokokuba elinye iqela lophule umthetho, okanye kubhekiswa kwinkqubo ye-tiebreak apho kungekho mthetho ujongene nokwaphulwa komgaqo wokudlala, kwaye akukho sohlwayo nambuyekezo. Jonga kwindawo yesohlwayo.
    • ukwaphulwa kwesivumelwano namanye amakhadi isohlwayo okanye isigwebo sisenokuba ntlantlu mbini ese-"intra-game" apho kufakwa khona amanqaku athe chatha nangadibananga nalo naluphi na ulwaphulo-mthetho umgaqo okanye umthetho, isohlwayo se-"extra-game" solwaphulo mthetho olufana ne-"revoke".
    • Isohlwayo (i-ice hockey). jonga ne-Penalty box.
    • Isohlwayo (i-rugby)
    • Isohlwayo (Brazilian sports manufacturer)
    • Kweminye imidlalo, izohlwayo zisenokuthathwa njengeempazamo, okanye ubugwenxa.
  • Kwezezimali nebhanki:
    • intlawulo etshone ngenxa yokutsalwa kwemali kwi-akhawunti okanye kwi-investment phambi kwexesha
    • Intlawulo mali efuneka ngenxa yokungahlawuli ngexesha elkuvunyelenwe ngalo okanye ngenxa yezinye iintlobo zokutyeshela ukuhlawula, njengakwisohlwayo sokungahlawuli i-tax.
  • Kumatheko:

Tags:

Isohlwayo

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IshumiUkuthethaIzinto azimntakaNgqikaI-metalOpera (kumasipala)I-TranskeiI-oxygenKumeleb'ibuyiswe ind'ebendalaErlangenI-carbonUkohluka, ukulingana, kunye nokufakwaI-Italian Football FederationI-mouse yekhompyuthaMuhammad Labib SikderE-PitoliAvalaGxikigxaSiyandaIndawo yaseLajesCasertaImbelekoICawa emZantsi AfrikaIunited kingdomInani eliluphawuAbantwana (uchungechunge, 2013)InkomoPeruUmntu asint'izityand' igilaUlwimi lwezandla lwase Mzantsi AfrikaIsifo sephephaIKhemistriIsoviet UnionUNongqawuseImikhwa yakwaNtuInyongoUmzaliUlwandle olumnyamaYenkomoI-HerobrineUnothiNewlandsInkwenkweziIdamiIqaqa aliziva kunukaMarinoIziphawuliIYurophuAkukho nzwan'ingenasiphakoSamuel Edward Krune MqhayiSamowaSteve BikoIsakhono sokufundaIHloboUkutyaUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoESkotlaniImfundoI-MercuryImozuluArchibald Campbell (AC) Mzolisa JordanVusi nova🡆 More