Isakhono Sokufunda

Izakhono zokufunda okanye iindlela zokufunda ziindlela ezicwangciswayo ukuphucula ukufunda.

Zifuneka kahulu kwimpumelelo yasesikolweni, ingakumbi kwikholeji nangaphaya kwayo. Izakhono zokufunda zibandakanya iintlobo-ntlobo zobuchule namaqhinga ngamaqhinga athi ancede ekuphandeni nasekugcineni ulwazi. Ezinye zazo zizixhobo zokuvavanya okanye zeemviwo ezikwanceda abafundi ukuze babone apho basilele khona, nalapho badinga khona uncedo.

Iindlela zokufunda

  • Ukugcina ixesha sisakhono esibalulekileyo. Ootitshala bafumanise unxulumano phakathi kwabafundi abakwaziyo ukulisebenzisa ngokufanelekileyo ixesha labo, kunye ne-GPA (umyinge wenqanaba lokupasiswa kwabo). Okukona bekwazi ukusebenzisa ixesha labo ngokufanelekileyo, kokukona kusiba bezulu ukuphumelela kwabo okanye i-GPA yabo. I-Britton kunye ne-and Tesser ka-(1991) yafumanisa okokuba umlinganiselo wesakhono sokusebenzisa ixesha le-freshmen ngokufanelekileyo kwakuyindlela engcono yokubonakalisa ii- GPAs kunamanqaku abo e-SAT njengee-nkokheli. Uninzi lwabafundi ngokucukuceza indlela abalisebenzisa ngayo ixesha labo, uninzi lwalo lumnka namanzi.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Davidson Don Tengo JabavuElokufa alityeliUnited StatesWalesNyu ZilendIsingxiSchotsche KloofIimpawu zokudibanisa nokuthabathaSelena GomezMagema Magwaza FuzeUDingiwe wadudelwa nguJambaseInkokheliPiauí Esporte ClubeGxikigxaSiyandaIndebe yaseItali2014 Campeonato Brasileiro Série AThomas SankaraUkukhululekaIkhemikhaliImifunoUloliweIItalyIdolophuUmamaIfizikiAppleUkuzalwa wedwa ''ngumlu'' wanyamaLilishwa lomhluzi wamanqinaI-ecologyMthathaAmaXhosaLibodeIJiolojiImfundo eMzantsi AfrikaUcalucalulo lwamazikoUmxubeUkhenkethoIcawaIsonka sesonkaISO 3166Intshatsheli yebhola ekhatywayo ye-Amapaense-Uthotho BMoscouUmZantsi MelikaBlue DownsMahathir MohamadGini eNtsha yasePapuwaGordon's BayUkuba nguQelezanaIsiSothoUluhlu lwabantuUmlomo awunasizibaKrakówI-Decolonization12 de Octubre Football ClubNew YorkUmhlahlo ngamehloAraxá Esporte ClubeAkukho nzwan'ingenasiphakoThabo MbekiIIndiaI-EquationIsenziUkuzalwa wedwa ngumlu wanyama🡆 More