Libode

iLibode yidolophi ekude kufuphi noMthatha ikwakude kufuphi ne Port St Johns.

Ngagama amafutshane iphakathi kwezi dolophu zimbini uMthatha kunye nePort St Johns ikwiPhondo laseMpuma-Koloni eMzantsi Afrika, Ilibode yidolophi etyelelwa ngabemi abangqungileyo. iSematheni kuba ke abatyeleli abawuvali umlomo ngezinto zemveli kunye nococeko. [1]

Umasipala ufaka inkonzo eziliqela ukuphuhlisa ulonwabo kubatyeleli kunye nokwenza utshintsho ekuhlaleni. Ivenkile ezifana noShoprite, Spargs kunye noSpar. Zincedakele kakhulu ilali ezingqungileyo ngoba azisasokoli ngokuyothenga eMthatha nasePort St Johns.

Imvelaphi

iLibode yenziwe kwindawo ekuthiwa yiMpondoland, iMpondoland yabandakanywa njenge (Cape Colony) ngo 1894. Ngo 1903 abaphathi beTranskei babumbeka. Ngo 1911 isixeko saseLibode sabandandakanywa njenge sigqeba sabaphathi. Ngo 1935 omnye womhlaba waselibode wahluthwa ngurhulumente weqembu loMzantsi Afrika kwaze kwakhiwa idolophu iLibode yaza yandiswa.

Ezoshishino

iLibode yenye yelali ezihlupheke kakhulu, intswela ngqesho ibinyuke yaya ku 85% ngonyaka wama 2008.

Abatyeleli

Kufuphi neLibode kukho (iHluleka Nature Reserve) kunye nolwandle olungama (60km) kunye ne Presely Bay (68km).

Tags:

EMzantsi AfrikaIPhondo laseMpuma-KoloniMthathaPort St Johns

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IRhiniIgolideIinkonzo Zeelwimi ZesizweKenilworthI-FungiI-AutostereogramIPhondo yaNtshona-KoloniI-keyboardI-AutismIndodaKhaan Khuns-Erchim FCUbudodaUkubhed'idlabaIsifundoIzembeIYunivesity yase Fort HareIbhokhweIngxoxo Enkulu YomGinwa nomKristu - Isiqendu soku-II-KhandidaAmathumbuAlbertina SisuluUthandoUlwimi lwasiFrentshiIntlalo kwaXhosaIfonetikiNkosi sikelel iAfrikavietnamUkohluka, ukulingana, kunye nokufakwaHawaiiRakahangaUmculoGovan MbekiIlatin AmericaUkuhlukunyezwa kwesiyobisiMonte ÁguilaUbuhloboIsityaloInjaUZaharaTV DiárioMustafa Kemal AtatürkAmapolisaCanzibeImbelekoUkukhululekaPhila Portia NdwandweInkobeITeknolojiUmbutho waMazwe ngaMazwe woLungisoInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiIsoviet UnionUmyingeIsiJamaniTshazimpuziUmhlahlo ngamehloI-MercuryMakhanda (Nxele)Imveliso yasekhaya encangathiAbabhali besiXhosaIyunivesithi yaseMzantsi AfrikaIiAlpsIzintso🡆 More