Isimpondo

Olu lulwimi lwesiXhosa esiphenjelelwa kakhulu sisiZulu ngenxa yembali yemvelaphi yawo.

Olu lwimi luthelthwa ngabemi basemaMpondweni kwiidolophu eziquka iNgqeleni, Libode, Sajonisi, Lusikisiki, njalo-njalo, ukuya kunqandwa ngumda wakwaZulu. Olu lwimi lubalulekile kakhulu kuba ludiza imvelaphi yomntu. AmaMpondo anobukumkani obuseMpuma-Koloni, wona aqikelelwa ukuba asekwa kwisithuba seminyaka yo-1282 phantsi koKumkani uMpondo kaNjanya, obathi kamva bawela kumaNyawuza. Aba ke bayinxalenye yezizwe zaseMbo ezathi zagaleleka kwilizwe lomZantsi Afrika.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''Sankei ShimbunImbilaUlwimiMelikaInkukhuUbhodl'usambosaUkwendaAmanani a-rationalIntaba-mliloEyesilimela2014 Campeonato Brasileiro Série AI-WikipediaIndlebeIJiolojiTshazimpuziDeda mhlangala endaweni yenyhwangiUHans Christian AndersenJohn soliloIimpawu zokudibanisa nokuthabathaInqweme lenkawu lidliwa babini, owesithathu ngumnqakathiI-NATOKazakhstanUkuxubaInyikimaI-MoleculeImpembelelo kokusingqongileyo ngesifo esingubhubhane i-coronavirus ka2019-2020IPhondo yaKwaZulu-NatalaUkojiswaUmxubeULucky DubeNelson MandelaMexicoAmanda BlackIqakambaUbuhlwempuAmaqhalo amaXhosaUkuzalwa wedwa ngumlu wanyamaIklabhu yeBhola yeBhola ka-1909Ibhola yomnyaziEMontiIsilwanyanaUbufanasiniIzimelabizoAbabhali besiXhosaEzemidlaloUkubamb'isisila sehobeIsakhonoAfrikaanse Hoër SeunskoolIPhondo laseFoggiaIsifo esosulelayoEThekwiniU-Helen ZilleImbila yaswel'umsila ngokuyalezelaIsikhululo seenqwelomoya saseAmsterdam SchipholU-Buyelekhaya DalindyeboInkuku kunye nebhola intuthumboDuma NokweIngcaPeruEurope🡆 More