Iteknoloji

Iteknoloji (lisuka kwisiGrike τέχνη, techne, ubugcisa, ubuchule, umsebenzi wezandla; kunye -λογία, -nengqiqo) yingqokolela zamaqhinga, neendlela okanye iinkqubo ezisetyenziswa kwimveliso yeempahla neenkonzo okanye ekufezekiseni iinjongo eziphambili, ezifana nophando lobunzululwazi.

ITeknoloji isenokuba lulwazi lwalamaqhinga, lweenkqubo, njalo njalo okanye ingabuthuma phaya kwiimatshini, kwiikhompyutha, kwizixhobo nakumaziko oshishino, olunokwenziwa ngabantu ngaphandle kweenkcukacha zolwazi lokwenza izinto ezi lolu hlobo.

Iteknoloji
Kwinkulungwane yama-20 eminyaka, uluntu lubenenkqubela engummangaliso ukuze luze neteknoloji yomhlaba eyaneleyo ehambisana nokulolonga lolonga eli hlabathi siphila kulo.

Tags:

wikt:-logia

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Umqeqeshi wezemidlaloIsichazi-magama sesiTaliyaneUxam waphusileSteve BikoUmvundl'uzek'indlelaIMasetshusethiImbilaIHloboENgilaniIsifundoI-AlaskhaNguMgungundlovuInkaw'ixingetyeniUkucinezeleka kwamaninaInkokheliInkukhu isikwe umlomoITopiyaIsiZuluIAstronomiUkuzidla ngezinto ngemvelaphi yakhoUmntu asint'izityand' igilaI-asexual reproductionAmabheleMthathaIilwandleIsisele sombinzaUxam wakholwa ngamantintintiIntlaloIBulgariyaFrench Frigate ShoalsKuTsoloKgalema MotlantheUmxubeGrisiEzemidlaloImiphungaKuhla ngamqala mnyeIpalamenteIsiEsperantoI-AutismIChileRobben IslandIntliziyoIsitshixo sokulogaUkufana kwesakhiwoUbudodaIbhola (Ibhola ekhatywayo)IzimelabizoIqandaUkuzalwa wedwa ngumlu wanyamaMayibuye indebendalaAmanziLifeUMzantsi AfrikaThongaI-organismAjentinaUNtsikanaIsisu esihambisayoMariya, umama kaYesuUGautam BuddhaAmashumi amabiniI-Particle physicsUkuqelelana kwabantuI-MoleculeInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiEntlangoYegushaIFlorida🡆 More