Ubudoda

Inkunzi yenye yesini kwizini ezimbini ezifumaneka kwizilwanyana eziphefumlayo.

Inkunzi yenye  yesini kwizini ezimbini  ezifumaneka kuninzi lwaso nasiphi na isidalwa esikwaziyo ukuzishukumela  nokuphefumla. Inkoliso yazo ke zinezini ezimbini -  inkunzi kunye nethokazi/mazi. Ebantwini endaweni yenkunzi sithi ngabantu basesibayeni ekuthiwa ngamadoda namakhwenkwe; ize endaweni yemazi okanye ithokazi, sibenabantu bangasegoqweni ekuthiwa ngabafazi namantombazana. 

Ubudoda
umqondiso osetyenziswa ziingcali zebhayoloji ukubonisa ubunkunzi bezilwanyana eziphefumlayo.  
Ubudoda
Isini sobudoda

Zombini ke ezi zini zineentlobo-ntlobo zee-organs zokuzala, kunye neentlobo-ntlobo mpawu zeempawu ezixhasa isizalo. zikwaneentlobo-ntlobo zemisebenzi yakwabhayoloji.  Abafazi bazala  abantwana ngokuthi bafumane i-semen evela  emadodeni. Kwiindawo zoluntu ezininzi, abafazi basoloko bebandakanyeka kwiindibano, ngeli lixa wona amadoda esoloko ezingela.  

amaphepha anxulumene nala

  • Umfazi/imazi

Tags:

AbantuIndoda

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

UmqombothiGxikigxaSiyandaMariya, umama kaYesuUNokhonya into kaNyangaAmabheleUmtshato wesintu/umendoIi-electrons1960 Campeonato Brasileiro Série AIindabaU-Buyelekhaya DalindyeboItyala lamaweleUkojiswaAyisilendIqhenqaI-HerobrineUcalucalulo lwamazikoIshumiMakhanda (Nxele)Umhobe wesizwe wase Mzantsi AfrikaI-metalEminemHamdaraUluhlu lwemimandla yaseNiger ngokweSalathiso soPhuhliso loLuntuBolognaIBotswanaUThandiswa MazwayiPhotshugoUmbutho wooSompempe baseItaliIKapaUmleqi maphuphaUkubhed'idlabaCTICCKhanadaUlwimi lwesiLatiniIsilwanyanaYenkomoUEFA Europa LeagueInqweme lenkawu lidliwa babini, owesithathu ngumnqakathiUkuhlukunyezwa kwesiyobisiUYesu KristuWikipediaTélé TchadI-EshiyaNongqawuseIchizaI-AnalogNambornUNtsikanaNelson MandelaMboZintathuIsisu esihambisayoI-Italian Football FederationIsibhukubhuku somzimbaInjaUmpostile uPawulosLuhlazaUxam waphusile''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''MoscouEyomdumba🡆 More