Uthandiswa Mazwayi

UThandiswa Mazwai (wazalwa ngomhla wama-31 kweyoKwindla ngo1976) yimvumi yaseMzantsi Afrika ephumelele iimbasa ngeembasa, kwaye uyimvumi ephambili ekwangumbhali weengoma weBongo Maffin.

Eselula

UThandiswa wazalwa ngo1976 (unyaka wovukelo mbuso eSowetho). Ubukhulu becala ukhulele eSowetho, eGoli, phakathi kuqhankqalazo olwalusilwa nocalucalulo olwalunzima ngeminyaka yoo1980. Abazali bakhe bobabini babeziintatheli bekwangamatsha ntliziyo ayesilwa nocalucalulo, usakhumbula okokuba ikhaya lakhe lalisoloko ligcwele ziincwadi, ngamaphepha, likwafuthwe ziingxoxo zopolitiko. Ziimeko ezi lolu hlobo ke awathi wakhulela phantsi kwazo nezamtsho wanombono wokuba leli gcisa lomculo. Uqhubele phambili wayakufunda kwiDyunivesithi yaseWits apho wafunda khona izifundo ngoncwadi lwesiNgesi kunye nobudlelwane nehlabathi. Waafuthwa yimisebenzi kanina (owasweleka eselula uthandiswa) nayimibhalo yabantu abafana noo Steve Biko kunye noFrantz Fanon, uChinua Achebe noKwame Nkrumah.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IMishigeniUlwimi PortugueseAttelAmashumi amabiniIzinto azimntakaNgqikaIsango ensembleI-HelsinkiIngwe idla ngamabalaI-EshiyaUHans Christian AndersenLenkonzo enyanisekileyo ka KrestuMarconi FoggiaEyekhalaI-DemocracyIsiphumo sokuxilongaINigeriaIsiqithiIsiJamaniIlatin AmericaKungaf'intak'enkulu amaqand'ayabolaUluhlu lwabantuIntyatyamboIKhanzasiOceaniaENetherlandsI-ErizonaPisaBoksburgOxhel'eyakhe akabuzwaINyujezi10UfudoE-PitoliI-chromosomeIsisele sombinzaUmhobe weSizwe waseMzantsi Afrika omdala Die StemIziphawuliDavid HilbertAmathumbu esikhweneneAubuso ngelosiUNokhonya into kaNyangaBraccianoI-OzowuniIbhotileJuventus Football ClubEyedwarhaIsiduduNgumtya nethungaI-CargoBillie EilishYindaba yakwantombiCrotoneYouTubeUbhodl'usambosaILatviyaIZenzoIsityeba mva sinqol'intabaUmnombo weenkosiKuhla ngamqala mnyeUbuhloboIndlovu ayisindws ngumboko wayoCuritibaIxhama litolwe ngabaThwa🡆 More