Oceania

I-Oceania ligama elisetyenziswa kwijografi xa kuthethwa ngayo ikwilizwekazi iyingqokolela yala mazwe alandelayo:i-Australia, i-New Zealand, i-New Guinea, kunye nezinye iziqithi ezininzi nezizwe eziyingqongileyo.

Abanye abantu bathi yiAustralasia le ndawo eyinxalenye yehlabathi. Maxa wambi, abantu basebenzisa igama elithi Oceania kuba lona libandakanya kuphela iziqithi zePolynesia neseMelanesia kulwandle i-Pacific, nto leyo eyenza okokuba izimele geqe okanye yahluke kwi-Australasia.

Oceania
Oceania

Tags:

IjografiIlizwekazi

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

I-EskomIsiSpainIHloboIhlathiMarsIzihlomeloUyilo lwezakhiwoInkukuImbaliSävsjöMakhanda (Nxele)CrotoneU-NgubengcukaIZenzoUSABC 1Ucalucalulo lwamazikoDe jureSABC 2Ruth MompatiImithetho elishumiNgekhulu IIsiziba siviwa ngodondoloUbhodl'usambosaNgumtya nethungaIsiBhuluUmbutho waMazwe ngaMazwe woLungisoI-eurIAstronomiIindlela yokuphilaUkucinezeleka kwamaninaEGoliIsiJamaniIntliziyoIphepha ElingundoqoINyujeziIsikhululo seSandaIsisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayoOrphanUkuzenza akunje ngakwenziwaSteve BikoI-Ilinoyi2S22 BohdanaImveliso yasekhaya encangathiI-bioticI-solidIJojiyaAmaXhosaEzolimoIPhondo laseMpuma-KoloniUkuba nguQelezanaLe Fabuleux Destin d'Amélie PoulainImbilaInjaAmaphondo asemZantsi Afrika needolophu zawoEdirneIintsomiUZaharaGxikigxaSiyandaUConfuciusIntyatyamboUmamaIbhola yomnyazi🡆 More