Ihlathi

Ihlathi yindawo apha emhlabeni enemithi emininzi.

Izilwanyana ezininzi zidinga ihlathi ze ziphile. Amahlathi abaluleke kakhulu kwaye akhula kwiindawo ezininzi emhlabeni jikelele. Kwinkqubo yendalo equka izilwanyana nezityalo ezininzi.

Ihlathi
ihlathi iBiogradska e Montenegro
Ihlathi
Ihlathi lemvula enobushushu eTasmania's Hellyer Gorge
Ihlathi
imithi emidala elinganayo, neshinyeneyo Even, dense old-growth beech trees (iFagus sylvatica) izakukhuliswa kwakhona ngezithole zayo ngokuthi ziqhushekwe phakathi kweminye imithi. Kwindawo ethile apha kwiiBrussels kwihlathi laseSonian
Ihlathi
Amahlathi entabeni yaseMntlaUtah ekuqaleni kwentwasahlobo.
Ihlathi
ihlathi lemvula iFatu Hiva ePolynesia.
Ihlathi
Ihlathi iParambikulam, eKerala, eIndia
Ihlathi
Imithi enemisetyana embalwa nengashinyananga kuyaphi nekude kungene imitha yelanga kuyo eBrading, iIsle of Wight, iNgilane ibonisa iibluebells (iintyantyambo eziluhlaza okwesibhakabhaka, iHyacinthoides non-scripta), iiramsons (iintyatyambo ezimhlophe, iAllium ursinum) kunye nemithi yehazel (iCorylus avellana)

Iimo zezulu

Iqondo lobushushu kunye neemvula zizinto ezimbini kwizinto ezakhe zabaluleka kumahlathi. Amahlathi afumaneka eequator kufuphi ngingqi zepolar, kodwa iimpawu zamahlathi zahluke kakhulu. Kwimozulu ebandayo iiconifers ziyabalasela, kodwa xa kushushu amahlathi abazizityalo ezineentyantyambo ubukhulu becala. Imvula nayo ngumba omkhulu. Akukho amahlathi akhona entlango, kuba yimithi nje embalwa mithi leyo efumaneka kwindawo apho iingcambu zayo zinokufumana amanzi phantsi komhlaba.

Tags:

ImithiIzilwanyana

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Uluhlu amaqhaloBillie EilishOscar MabuyaneI-cellIVeniceEyenkangaImozuluGrisiGoogle MapsOceaniaI-AutismI-ecologyUkufana kwezintoVusi novaAbabhali besiXhosaKolleramUntsikaneThornhill NtabethembaUkuba nguQelezanaLilishwa lomhluzi wamanqinaUbunkokheliIVenusIsakhono sokufundaInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiUkubhed'idlabaOrta NovaIngcinezelo e Mzantsi AfrikaI-UEFA Champions LeagueIsifo sentsholongwane i-EbolaBawo osezulwiniChimamanda Ngozi AdichieAmaXhosaIndaba yotyelo ayikholiNongqawuseInkululekoInto ayibethwa ngankanaIsiMpondoIPhondo yaseMntla-NtshonaUmvundl'uzek'indlelaIklabhu yeBhola yeTorinoUkuxubaIngxabano yama-Arabhu namaSirayeliIinkonzo Zeelwimi ZesizweU-Nkosazana Dlamini-ZumaIimpunduDe facto umgangathoI-UNESCORio de JaneiroUmgangatho wobugcisaIsoviet UnionIwikipediaAyisilendI-MercuryEbhayiUluhlu lwabantuEGenevaIZimbabweI-twigUmdiliyaUmthetho18 EyekhalaIswepeUmnombo weenkosi🡆 More