Imizekelo yemibandela ekusetyenziswa kuyo igama elithi 'inkululeko' nantsi:
Eugène Delacroix – La liberté guidant le peuple (1830) Freedom may refer to:
iFilosofi
ukuzikhethela ngokukhululekileyo ukwenza ngokukhululekileyo ngendlela othanda ngayo amalungelo ukuzibophelela koorhulumente ngokupheleleyo kwinklululeko yabantu ngokubanzi inkululeko kwezopolotiko inkululeko yokwenza into ngazwinye nidibene inkululeko yokuba lilungu lombutho othile okanye leendibano ezithile inkululeko yokuzikhethela inkululeko yokuthetha phandle ngaloo nto ikutshisayo inkululeko kwezoqoqosho freedom ukuziphatha ngendlela ukutitsha okanye ukufundisa ngokukhululekileyo, kwakunye nokuluncokola ulwazi onalo ngaphandle kwemiqathango ethile ilungelo lokubaneezimvo zakho kunjalo nje ukwazi ukwabelana ngazo ngokukhululekileyo ukuqhuba uphando nokupapasha ulwazi othe walufumana kuphando, konke oku ukwenza ngokukhululekileyo ungathintelwa nto ukwenza izinto ngokwethu ngokukhululekileyo ukuzimela ngokukhululekileyo Umsebenzi ophuhliswa ngeKhompyutha
ilungelo (lokulawula iinkqubo (ii-software)zemiyalelo emakuhanjwe ngayo xa kusetyenziswa ikhompyutha), ukusetyenziswa kwezi nkqubo kwenzelwe ukuba akwazi umntu ukuvala ukuba kungabikho mntu ukwaziyo ukungena kwi-internet okwelo xesha limisiweyo. Ezothutho
inqwelo-ntaka yeBrutsche freedom 40, umazenzele wenqwelo-ntaka yaseMelika inqwelo-ntaka yeColyaer freedom S100, yinqwelo-ntaka encinane nelula yaseSpain inqanawa yamazwe amanyeneyo ekudidi lokulwa kwiimfazwe phakathi kwamazwe amabini, iinqanawa zaselwandle zamazwe amanyeneyo aseMelika, ezijongene nemikhosi yemfazwe inqanawa ekwizinga lokuthutha impahla ngokukhululekileyo, isetyenziswa yinkampani yobukumkani amaKharibhi kuzwelonke USS Freedom , any of three US Navy ships inqanawa yenkululeko, intetho esetyenziswa kwisixeko esakha izakhiwo ezinokungaziki emanzini umazakhele wenqwelo-ntaka ngokukhululekileyo, isakhiwo senqwelo-ntaka esenziwe eMelika inkululeko yomsebenzi omindawonye, umsebenzi wethutyana ongagqitywanga ekuthiwa yi-NASA iJografi
iNkululeko, eCalifornia iNkululeko, e-Idaho naseWyoming iNkululeko, e-Indiana iNkululeko, eKentucky iNkululeko, eMaine iNkululeko, eMichigan iNkululeko, eNew Hampshire iNkululeko, eNew York iNkululeko, e-Oklahoma iNkululeko, ePennsylvania iNkululeko, e-Utah [[iNkululeko, eWisconsin: iNkululeko, eForest County, eWisconsin iNkululeko, e-Outagamie County,eWisconsin iNkululeko (abahlali), e-Outagamie County, eWisconsin iNkululeko, eSauk County, eWisconsin ubugcisa noyoliso
imifanekiso kamabona-kude umsebenzi wexeshana owenziwa ngokukhululekileyo , uthotho lwemifanekiso kamabona-kude yokuqala ZGMF-X10A inkululeko yeGundam, a mobile suit from the anime Mobile Suit Gundam SEED and its sequel, Gundam SEED Destiny ZGMF-X20A Strike Freedom Gundam, its successor unit iincwadi inkululeko (inoli kaJonathan Franzen), inoveli ebhalwe nguJonathan Franzen 2010 inkululeko (inoveli kaWilliam Safire), inoveli ebhalwe nguWilliam Safire ngo1987 iNkululeko™ , inoveli ebhalwe nguDaniel Suarez ngo2010 iNkululeko , itayitile yokuqala ethi iNkululeko , iVol. 1: inkululeko eyenzelwe inkcubeko yaseNtsona , imbali ebhalwe ngo1991 ngu-Orlando Patterson umboniso-bhanya-bhanya kunye nomabonakude iNkululeko (ngo1982 umboniso bhanya-bhanya), umboniso-bhanya-bhanya waseAustralia olawulwa nguScott Hicks iNkululeko (ngo2001 umboniso bhanya-bhanya), umboniso bhanya-bhanya waseArgentina wango-2001
This article uses material from the Wikipedia isiXhosa article Inkululeko , which is released under the Creative Commons Attribution-ShareAlike 3.0 license ("CC BY-SA 3.0") ; additional terms may apply (view authors ). Content is available under CC BY-SA 4.0 unless otherwise noted. Images, videos and audio are available under their respective licenses. ®Wikipedia is a registered trademark of the Wiki Foundation, Inc. Wiki isiXhosa (DUHOCTRUNGQUOC.VN) is an independent company and has no affiliation with Wiki Foundation.