Nelson Mandela University

Template:Infobox university

Nelson Mandela University
South Campus

Nelson Mandela University(NMU ngamafuphi) liziko lemfundo ephakamileyo lase Mzantsi Afrika elizinze kunxweme lwase Gqeberha(Port Elizabeth wena khumsha).

Eliziko lemfundo lilo kuphela emhlabeni elibizwa ngegama les'bavubavu sezopolitiko, itsha ntliziyo lomzabalazo ubawo uNelson Rholihlahla Mandela Ahh! Dalibhunga. Le Dyunivesithi yasungulwa ngonyaka ka 2005 emva kwendibanisela yamaziko emfundo amathathu aquka i Port Elizabeth Technikon, University of Port Elizabeth kunye ne Vista University.

Ngaphambili phaya leDyunivesithi yayisaziwa ngokuba yi Nelson Mandela Metropolitan University (NMMU), kuthe ngomhla wama 20 kweyeKhala 2017 lalahlwa eligama i "Metropolitan" zee yabizwa ngokuba yi Nelson Mandela University.

I NMU yenye yeeDyunivesithi etsala umdla wabafundi abathwabuluka kwinkalo ngeenkalo zehlabathi, lonto ingqinwa kukuba ngaphezulu kwe 3000 yabafundi iphuma kumanye amazwe aquka i France, Germany, Belgium namanye amaninzi.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

MateyuAmazwi alula omculo wefowuniENgilaniUlwimiIbhola yombhoxoIGAMA LOBUSUTHUIJamaniEminemNgumtya nethungaE-AlgeriaImiphungaInqakuInkukuGxikigxaSiyandaRepublic of Korea2014 FIFuRoni da FutbollIntaba1 EyokwindlaUkuzalwa wedwa ''ngumlu'' wanyamaSantosAjentinaPolokwaneInkaw'ixingetyeniYindaba yakwantombiTshazimpuziIBayolojiI-keyboardUkuzalwa wedwa ngumlu wanyamaINyujeziI-Particle physicsSamuel Edward Krune MqhayiIsichazi-magama sesiTaliyaneAkukho nzwan'ingenasiphakoPalermoNgumthi nexoloUKatKgalema MotlantheUmntu asint'izityand' igilaImaliUxam waphusileFlorenceKrakówKuthini ukuphumelelaUkufana kwesakhiwoI-computer hardwareISO 639-2Apple IIAlexander MakedonAmaXhosaIsilwanyanaIsiColombiaEyomngaKuTsoloI-plastikiAmampungeIsigweboInyanga zonyakaIqhenqaIthoyilethi yomngxumaUmthath'uzal'umlothaIbhola (Ibhola ekhatywayo)Ibhunga lezokhuseleko leZizwe eziManyeneyoIndodaInzululwaziOmanUmamaTuvalu🡆 More