Umthetho

Umthetho yingqokolela yemithetho yaseburhulumenteni emiselwe ukuba ithotyelwe okanye ilandelwe ngabantu.

Iinkundla zamatyala kunye nemisebenzi yabupolisa yiyo esingatha le nkqubo yemigaqo ize yohlwaye abo bantu bophula imithetho, ngokuthi umzekelo babahlawulise imali okanye nge-penalty okanye bathunyelwe ejele. Kwintlalo yamandulo, imithetho ibisaya kubhalwa ziinkokheli, zimise imithetho emakuhlaliswane ngayo ngabahlali, kusetyenzwe kude kushishinelwane. Namhlanje kumazwe amaninzi, imithetho ibhalwa ivotelwe ngamaqela ezoplitiko anyuliweyo kurhulumente ophetheyo, amaqela afana nepalamente okanye urhulumente. Ukulandela imithetho yasekuhlaleni kukwenza into esemthethweni. Nantoni na eyenziwayo ayikho mthethweni xa isophula umthetho okanye xa ingenziwa ngokomthetho.

ikhowudi yomthetho yikhowudi yemithetho ebhaliweyo emayinyanzeliswe]] okanye miliselwe eluntwini. Bandakanya ukusetyenziswa kwesipolisa, iinkundla zamatyala, okanye izohlwayo. Igqwetha, i-jurist okanye i-attorney ngumntu ofundele ukuxoxa nemigaqo yomthetho. E-United States, zimbini iintlobo zamagqwtha - kukho amagqwetha azii-"transactional" ngabo babhala ii-contracts kunye nee-"litigators" aba ke baya kwiinkundla zamatyala. E-United Kingdom, ezi zifundiswa zibizwa ngokuba zii-solicitors nee-barristers ngokulandelelana kwazo.

Tags:

ImaliIpalamenteIsohlwayo

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

I-logicBrindisiIJojiyaUmtshato wesintu/umendoUkuzalwa wedwa ''ngumlu'' wanyamaImifunoOrphanGcina MhlopheIReal Madrid v FC Barcelona (1943 Copa del Generalísimo)IndlalaWakkerstroomUYesu KristuNgumthi nexoloI-AlabhamaChimamanda Ngozi AdichieIphepha ElingundoqoSamowaHamba, Nja. Hamba!UmNtla MelikaUlwakhiwo (ibhola ekhatywayo)Lilishwa lomhluzi wamanqinaKugawulwa owaziwayoLeishmaniasisIdamiSwitseriiIwikipediaBawo osezulwiniIsiqithiBochotnicaAmadoda angama-gayU-Janet BurnsideI-computer hardwareIsifundoI-Pluto (i-astronomy)Iilwimi zaseMzantsi AfrikaMoranbong Sports ClubI-AstrolabeIhloboNelson Mandela UniversityUmyingeI-TranskeiNoni JabavuIkhalenda yesiXhosaIndlal' InamanyalaIkhowudi yengingqiIbhola yomnyaziIkhowudi yomthethoUbuhlanga eMzantsi AfrikaI-EncryptionI-eurMayibuye indebendalaI-Yunivesithi yaKwaZulu-NatalaIqathaImfundo eMzantsi AfrikaErlangenIfonetikiAjvatovicaKuhla ngamqala mnyeEstoniyaCoreia do TwoaieMexicoAppleKumeleb'ibuyiswe ind'ebendala🡆 More