Umdiliya

Umdiliya sisityalo esigwencelayo oko sikwenza ngokusebenzisa isiqu okanye ii-runners zaso.  Ezi-runners zisuka emhlabeni, zize zigwencele zibheke phezulu xa imeko izivumela.

Yindlela eziqhele ukukhula ngayo ezi zityalo, singathi mhlawumbi yindlela eziphila ngayo le yokusebenzisa imithi ukuze ukukhaynya kufikelele kwazi ukufikelela ekukhanyeni kwelanga okufikelela kwizinto zendalo eziphila emhlabeni. 

Umdiliya
I-tendril ejijeneyo
Umdiliya
Ubume bobomi

E-United Kingdom, igama elithi "vine" libhekisa ngokukodwa wee-grapes i-grapevine, libe lona igama elithi "isigwenceli" lisetyenziswa kuzo zonke izityalo ezikhula ngokuzijijela zigwencela ukubheka phezulu. I-grapevine, eyi-genus Vitis, ithwala ii-berries ezinokwenziwa zibe yiwayini.   E-United States, zonke ke ezi zityalo zigwencelayo zibengamajiko-jiko ukubheka phezulu zibizwa ngokuba yimidiliya okanye zii-ivies okanye ke ngamanye amaxesha kuthiwe zii-creepers (njenge-Virigina Creeper).

Inkoliso yemidiliya ibazizityalo ezizintyatyambo. Ezi ke zisenokwahlulwa-hlulwa zibe yimidiliya eziinkuni mokanye ezii-lianas, enjenge-wisteria, i-kiwifruit, kunye ne-ivy exhaphakileyo, nemidiliya e-herbaceous (engezonkuni), efana ne-morning glory.

Funda nali elinye iphepha elithetha ngesi sihloko. 

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Inkukhu isikwe umlomoUkuphinda-phindaEGoliUxam waphusileIItalyIndod'imba kweny'emqoloIsityeba mva sinqol'intabaNyu ZilendU-Winnie Madikizela MandelaMbombelaISO 3166Ukudibanisa/UkongezaEsikaPhaphaKrakówIBhayibhileISpainI-oxygenIngqondoI-metalIntlalo kwaXhosaIwikipediaINabraskhaInkokheliMelikaUlwimi lwasiFrentshiImbilaVietnamUbuhlwempuIqandaIlihloMasizingce ngelwimi zethuMthathaSawo Tome nePrinsipeKugawulwa owaziwayoUkuzidla ngezinto ngemvelaphi yakhoIphepha ElingundoqoIthoyilethi yomngxumaEBloemfonteinIfolokhweSantiagoAtomUkukholwa yeyokosaInzululwaziJuventus Football ClubTuvaluImithi1 EyokwindlaImalariyaBrakpanAmampungeIsakhono sokufundaI-asexual reproductionI-computer hardwareI-organismIYunivesithi yaseStellenboschUbunto bentoIlizwekaziBaskin-RobbinsIsitshixo sokulogaPolokwaneI-discourseIngxabano yama-Arabhu namaSirayeliIzintsoUZaharaFrankfurtI-cell🡆 More