Imithetho Elishumi

Imithetho elishumi ikwaziwa ngokuba yiDecalogue yingqokolela yemithetho nemigaqo emakuhanjwe ngayo ngokwebhayibhile.

Le mithethi imalunga nendlela abantu amaziphathe ngayo nangndlela emasMnqule ngayo uMdali wethu. Le mithetho ixatyiswe kakhulu kwinkolo yamaJuda neyamaKrestu. Iquka imithetho ethi MNYE kuphela Ofanelwe kukunqulwa, nguThixo, kugcinwe umhla weSabatha, kutshatyalaliswe izithixo, ubugqi, ubugebenga, ubusela, ubuxoki, nokukrexeza. Amaqela ngokwahlukana kwawo aneenkolelo zawo ezahlukileyo kule mithetho, ngokwendlela etolikwa nelandelelana ngayo ngokweendlela enonjolwe ngayo le mithetho. Le mithetho ibaluleke kakhulu kubantu kuba ibubulungisa kwizinto ezenzekayo kwilizwe lethu . Ikwa khumbuza abo bacinga ukwenza konke oku khankanyiweyo .

Amakhonkco angaphandle

Non Praevalebunt

Tags:

IBhayibhileUThixo

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IFloridaApple IIUkubamb'isisila sehobeIiholideI-asexual reproductionUlwimiIsikoloIPhondo yaseMntla-NtshonaSantosIsiJamaniUkwendaLuxemburgIzinto azimntakaNgqikaIntabaI-AfrikaIzizwe ezimanyeneyoEntlangoCanzibeBariImbaliUmdlaloSidniIfizikiZemk'iinkomo magwalandiniUkhwekhwe lwexhwiliUkuba neentloniUkutya kwamaMpondoNonkalaIngwe idla ngamabalaEsikaPhaphaUmnombo weenkosiMoscouAfrican National CongressWikipediaIlihloOxhel'eyakhe akabuzwaIqaqa aliziva kunukaIPhondo laseMpuma-KoloniIReal Madrid v FC Barcelona (1943 Copa del Generalísimo)FransiIintsomiIsixhobo sokuhamba kombane -InyongoIsiXhosaUbuzweIbandla LamaBapistUkuthethaNelson MandelaINyujeziIsiHolaniUkucinezeleka kwamaninaIsiZuluI-metalIdamiUDingiwe wadudelwa nguJambaseAlexander MakedonI-femurEyomsintsiIziphawuliUmtshato wesintu/umendoKuils RiverMasizingce ngelwimi zethuIntaba-mliloIAstronomiAndorraEBloemfonteinInkululeko🡆 More