David Hilbert

UDavid Hilbert (Template:IPA-de; (owazalwa ngomhla wama-23 kweyomQungu ngo1862 –waza lisishiya eli ngomhla we-14 kweyomDumba ngo1943) wayengumBali waseJamani Wayedume ngokuba ngomnye wabona baBali abanefuthe kwihlabathi jikelele kwiminyaka yeenkulungwane ye19 neyama-20.

Lo ka Hilbert weza nothotho lwemibono esisiseko kwimibandela ngemibandela yezibalo, kuquka iinvariant theory kunye ne axiomatization of geometry. Wenza netheory ye Hilbert spaces, one of the foundations of functional analysis.

David Hilbert
UDavid Hilbert. Umfanekiso owathathwa ngo1912.

UHilbert wayamkela ngezandla ezishushu wakwayikhusela ngokungakumbi iGeorg Cantor's set theory kunye ne transfinite numbers. Ubunkokheli bakhe bodumo kw izibalo yintetho yakhe wathi wayenza ngo1900 ingqokolela yeengxaki eyaba sisifundo sophando ngezibalo kwinkulungwane yama-20th. UHilbert kunye nabafundi bakhe wabanegalelo elibonakalayo ekufumaniseni ngokuchanekileyo izixhobo ezibalulekilyo ezisetyenziswa kwizibalo zefisiksi yanamhlanje. UHilbert waziwa njenomgnye wabantu abeza neproof theory kunye ne mathematical logic, nangokuthi abe phakathi kwabantu bokuqala abakwaziyo ukwahlulwa phakathi kwemathematics and metamathematics.{{cite web

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IsithembuWikipediaI-Hughes Dam (indawo yokugcina amanzi e-Australia, kwiLizwekazi laseVictoria)IimpawuImalariyaUbunkokheliI-bioticAmanziInyama emhlopheKwaThemaUntunjanaRuth MompatiAlbertina nontsikelelo sisuluVietnamUkucinezeleka kwamaninaIsiBhuluUsilelwe isidudu semfeUnonkalaIchizaJohann Sebastian BachFortniteUkutyaUSABC 1Isibhukubhuku somzimbaUkuxubaXhosa music11 (inani)Amaqhalo amaXhosaI-sign (yakwamathematika)Ukuzidla ngezinto ngemvelaphi yakhoUlwimi PortugueseUlwimi lwasiFrentshiMarconi FoggiaIzinto azimntakaNgqikaIsiqithiIsiziba siviwa ngodoloIsakhono sokufundaIsibizoNelson MandelaMalala YousafzaiGini eNtsha yasePapuwaAmaphondo asemZantsi Afrika needolophu zawoINamibiaISBNUnolaliUzaloUkukhululekaImpembelelo kokusingqongileyo ngesifo esingubhubhane i-coronavirus ka2019-2020UmdiliyaSABC 2Ukuzalwa wedwa ngumlu wanyamaCopa UniãoCoreia do TwoaieUlwimiUlwimi olusemthethweniIsiXhosaI-InterlingueUmkhomb'ubhembesileUmxubeIsimangalo Sika-ThixoTuvalu🡆 More