Malala Yousafzai

Malala Yousafzai (wazalwa ngomhla ka 12 July 1997) ungumlwi usuka kwi lizwe lase Pakistan.

uthethela amalungelo wamabinqa kanye nokufundiswa kwabo. Uduma ngokuba ngumntu olwela amalungelo wabantu kanye nemfundo kwindawo asuka kuyo eSwat Valley ingingqi yase Khyber Pakhtunkhwa apho eTaliban yanqanda amantombazane ukuba bangayi esikolweni. Iintetho ka Malala yakhula ide yongamela ilizwe jikelele.

Malala Yousafzai
Malala Yousafzai, 2015
Usapho lwakhe baqhuma izikolo kwelo cala. ekuqaleni kuka 2009 eneminyaka eyishumi nanye 11 wabalela onondaba ebaxelela ngesimo sokuphatwa yiTaliban kanye nokukhuthaza ukufundiswa kwamantombazana.
Ngemini ka 9 October 2012, uMalala wadutyulwa entloko eTaliban befuna ukubulala yena no yihlo wakhe uZiauddin Yousafzai.

Emva kwa bezame ukubulala uMalala abantu kwilizwe jikelele babonisa inkxaso

uMalala yaba nguyena mntu omncinci ukufumana isabelo soxolo Nobel Peace Prize


.

Notes

Imithombo

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

ERomaUkwanyisa okanye ukuncancisaUkuthethaITanzaniaUNtsikanaKhaan Khuns-Erchim FCIklabhu yeBhola yeTorinoIsiXhosaIPhondo yaNtshona-KoloniUsompempe (ibhola ekhatywayo)Ingxoxo Enkulu YomGinwa nomKristu - Isiqendu sesi-IIIUkuziphathaUkulingana ngokwesiniMthathaU-Raymond MhlabaLeona TheronIHloboI-AutostereogramIntsholonngwaneNgumsont'onyikinyikiKuthini ukuphumelelaMbombelaAmaqhalo amaXhosaRaymond MhlabaIndlovu ayisindws ngumboko wayo''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''UsaphoIhlabathiOrphanAlbertina SisuluILuwiziyanaMzantsi AfrikaMuizenbergU-Winnie Madikizela MandelaFransiInyokaImveliso yasekhaya encangathiElokufa alityeliAbenguniJacob ZumaI-oxygenIsalathiso soPhuhliso loLuntuITurkiyaLeishmaniasisV. UKUZALWA KUKALEPOQOIsiHlanguUmculoUmdiliyaUkubamb'isisila sehobeOstreliyaIncokoIndaba yotyelo ayikholiIzibuloKuhla ngamqala mnyeUkunyelisaNkosi sikelel iAfrikaIsoviet UnionAlexander MakedonIntlaloIPhondo yaseMntla-NtshonaI-AutismGeorge W. BushI-Vacuum🡆 More