Template:Translate Isibhukubhuku somzimba okanye i-torso ligama elisetyenziswa kuqhaqho mzimba elisetyenziswa kwimizimba yezilwanyana ezininzi (kuquka naleyo yabantu) ukusuka entanyeni ukuya emilenzeni esi sibhukubhuku somzimba siquka umntla ekuthiwa yi-thorax osuka entanyeni ukuya esinqeni nomzantsi ekuthiwa yi-abdomen osuka esinqeni uye kuma emilenzeni.
Ezona organs zibaluleke kakhulu nezivaleleke kwi-trunk. Kumntla wesifuba, kukho intliziyo nemiphunga zona zikhuselwe yi-rib cage, ize kuthi kwi-abdomen esemazantsi kubekho ii-organs ezininzi ezijongene nokusilwa kokutya: isibindi, esiveliza inyongo nefuneka kakhulu ekusileni ukutya; ugqongo kunye namathumbu amancinane, wona atsala izakhamzimba ekutyeni; i-anus, apho ilindle lomntu liphuma khona; i-rectum, egcina feces; isingxobo senyongo, esigcina inyongo; izintso, esenza umchamo, the ureters, which pass it to the bladder for storage; and the urethra, which excretes urine and passes sperm through the seminal vesicles. Finally, the pelvic region houses both the male and female reproductive organs.
Isibhukubhuku somzimba singuvimba wamaqela ngamaqela ezihlunu zomzimba. Oku kuquka:
Iinjini okanye izihlunu zomzimba, namanye amalungu omzimba zixhunyaniswe ngeentlobo-ntlobo zemithambo, nemvelaphi yayo ikumalungu ei-thoracic vertebrae. umzekelo, i-cutaneous innervation inakekelwe:
Template:Clear
This article uses material from the Wikipedia isiXhosa article Isibhukubhuku somzimba, which is released under the Creative Commons Attribution-ShareAlike 3.0 license ("CC BY-SA 3.0"); additional terms may apply (view authors). Content is available under CC BY-SA 4.0 unless otherwise noted. Images, videos and audio are available under their respective licenses.
®Wikipedia is a registered trademark of the Wiki Foundation, Inc. Wiki isiXhosa (DUHOCTRUNGQUOC.VN) is an independent company and has no affiliation with Wiki Foundation.