Umlambo

Umlambo yingxangxasi yamanzi arhiba ngomzila (ookanye ngendlela) phezu komhlaba.

Le ndlela okanye lo mzila uhamba amanzi kuthiwa yiriverbed aze wona umhlaba macala omabini kuthiwe ngamanxweme amanzi. Umlambo uqala kumhlaba ophakamileyo okanye kwiinduli okanye kwiintaba uze uhle ke njalo usuka kumhlaba ophakamileyo uye kutshao kumhlaba osezantsi, ngenxa ye''gravity''. Umlambo uqala ngokuba ngumthonjana nje omncinane, uze uye ukhula ngokukhula de ubengumlambo omkhulu, ngokuya uhambela kude.

Umlambo
Amanzimtoti
Umlambo
Imizila yemilambo eLondon, Engilane. Abantu bahlale amawaka eminyaka kumanxweme ale milambo.

Tags:

Amanzi

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IntethoMilanNongqawuseTélé TchadIPhondo yaNtshona-KoloniI-AutismUdidi lokuqalaMariya, umama kaYesuUbuhlwempuI-AlaskhaUmmandla onommiselo oqhelekileyoUlwimi lwesiLatiniUmlinganiseloCoreia do TwoaieUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoUkukholwa yeyokosaSolomon Tshekisho PlaatjeEmma MashininiIntlalo kwaXhosaI-metalITeknolojiUbuhloboInqweme lenkawu lidliwa babini, owesithathu ngumnqakathiGini eNtsha yasePapuwaNyu ZilendUloliweIngxuba kaxakaIsiJamaniEyekhalaSosna-RI-sulphurAmanani a-rationalInzululwaziItsweleIMisisiphiUkwendaUbhodl'usambosaIsibizoIPolandZintathuUThandiswa MazwayiUmlomo awunasizibaInyokaIndlal' InamanyalaUxam wakholwa ngamantintintiI-IlinoyiKhanadaUnyawo lwemfeneI-EquationIJiolojiIzinto ezixabisekileyoVallettaUkhenkethoMakhanda (Nxele)Imoto/Inqwelo amfuthaI-HerobrineIindaba🡆 More