I-Equation

I-mathematical equation yintetho enee-variables, nokokuba inye ubuncinane, (Uyawukhumbula ke okokuba xa kuthethwa nge-variable kuthethwa  ngexabiso elingaziwayo) (=unknown value) kunye nophawu olubonisa isiphumo saloo nto ibaliweyo (uphawu lwe-equals sign ( = ) oluhamba nentetho yakwamathematika kicala ngalinye.

Uphawu olubonisa isiphumo (=) luthi omabini amacala anexabiso alifana ncam, okanye ayinto enye ngokwexabiso.  I-equation ingasuka ibe yinto elula enje: x=0, okanye ibe yinto enzima enje: 4(3y^99)+76=42÷3x okanye ibenzima nagaphezulu koku. 

Zimbini iintlobo ze-equation yemathematika 

  • Uhlobo lwe-equation olusenokuba yinyaniso okanye ubuxoki;  olu ke lukwabizwa ngokuba zii-identities. Umzekelo: 
  • Uhlobo lwe-equation elikwenza okokuba ubale ixabiso le-variable enye nangaphezulu.  I-equation yaziwa ngokuba yinyaniso kuphela xa ii-variables zinelo xabiso lithile. Umzekelo:  

Uhlobo lwesibini lusoloko lusetyenziswa ukusombulula ingxaki apho umelwe kukwazi ixabiso lee-variables ezithile.  Umzekelo:

Uhlobo lwesibini kwi-equation lusetyenziswa kwi-algebra. umzekelo, ukusombulula i-equation engu-2x = 8 ngokuthi ufumane u-x uyakulandela umthetho wakwa-Algebra.  Ngoko uyakubala ngolu hlobo: x = 4.

Iintlobo zee-equations

Ii-equations zingahlulwa-hlulwa ngokweendlela ezisebenza ngazo nobungakanani bazo ngokwenani nabo buyabandakanyeka. ezinye iintlobo zee-equations zezi:

  • I-algebraic equation yi-equation apho athi omabini amacala abe zii-polynomials. Ezi ke zona zahlulwahlulwa ngokwamaqondo azo angala:
    • linear equation for degree one
    • quadratic equation for degree two
    • cubic equation for degree three
    • quartic equation for degree four
    • quintic equation for degree five
  • A Diophantine equation is an equation where the unknowns are required to be integers
  • A differential equation is a functional equation involving derivatives of the unknown functions

References

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Umtshato wesintu/umendoNathiIsiqithiHeathfieldUmculoIzihlomeloIilwimi zaseMzantsi AfrikaUbunjineliIsikhonkwaneOxhel'eyakhe akabuzwaUkuzidla ngezinto ngemvelaphi yakhoUzaloIsiXhosaNgumthi nexoloIsigweboUkucinezeleka kwamaninaIngcinezelo e Mzantsi AfrikaUJohn Knox BhokweI-decimalInyikimaEyomdumba''Ingwe idla ngamabala''KhanadaIngxoxo Enkulu YomGinwa nomKristu - Isiqendu soku-IIxhama litolwe ngabaThwaIndlovu ayisindws ngumboko wayo1960 Campeonato Brasileiro Série AUTiyo SogaIBayolojiIkhompyuthaI-MercuryIKhanzasiSamowaImithetho elishumiU-Winnie Madikizela MandelaNgumtya nethungaNelson MandelaBrooklyn, Cape TownOonobumbaI-eurUmhlaba wemithi engoyamanangaI-UEFA Champions LeagueSea PointEYurophuIRhiniIndaba yotyelo ayikholiBenjamin FranklinWikipediaLeishmaniasisBellvilleUBathathu EmnyeUmdiliyaMuizenbergUngalahl'imbo yakho ngoPhoyiyana, kuba uphoyiyana uyemka ngomso1981 Campeonato Brasileiro Série CI-A & W zokutyelaKuhla ngamqala mnyeIncwadiMurphy MorobeIV. ABAKWAMGODELISteve BikoMarconi FoggiaU-Raymond MhlabaUMzantsi Afrika🡆 More