Ifolokhwe

Kwa-fiziki, i-force kukutyhalwa okanye ukutsalwa okutshintsha okanye okudla ngokutshintsha into ebi imile okanye inqumamile okanye ihamba ngendlela enye efanayo okanye akukutshintsha kwendlela ebekuhamnjwa ngayo okanye indlela emile ngayo loo nto ithile.

Amandla enza okokuba izinto zihambe ngesantya esiphezulu, abe ke ngoko ongeza kuxinzelelo, tshintsha umkhondo wendlela ehamba ngayo. hange direction, okanye kuctshintshe indlela emile ngayo loo nto. Amandla alinganiselwa ngee- Newtons. (N).

I-force isoloko ikukutyhala, ukutsala, okanye ukujija, kwaye ichaphazela izinto ngokuthi zityhilizelwe phezulu, zitsalelwe ezantsi, zityhilizelwe ecaleni, okanye kutshintshwe indlela ezimi ngayo zime ngeendlela ezimininzi ezizezinye. 

Umthetho wesibini weNewton

NgokoMthetho wesibini wakwaNweton ongeMtshukumo, umthetho omiselwe ukuze kufumaneke i-force uthi:

    Ifolokhwe 

Apho ke u-Ifolokhwe  uyi-force, aze ke yena u-Ifolokhwe  abe yi-mass yento, yena ke u-Ifolokhwe  ukukunyuka kwesantya sento.

Lo mthetho uthi xa kukho i-force kwinto loo nto iyakuyahamba ngokukhawuleza okumandla. Ukuba i-force ayimandla kangako kwaye into leyo inobunzima, ngoko ke iyakuthatha ixesha elide ukwandisa isantya, kodwa ukuba i-force iza ngamandla ibe nento leyo kwenziwa kuyo i-force ilula okanye ingenabunzima kuyaphi, iyakuhamba ngesantya esiphezulu ngokukhawuleza okungummangaliso. 

I-Weight

I-Gravity kukunyuka kwesantya. Yonke into ene-mass itsalelwa ezantsi emhlabeni ngenxa yoko kunyuka kwesantya.  Koko kutsalwa kanye oko kubizwa ngokuba yi-weight.

Omnye umntu usenokuthatha le-equation ingasentla aze atshintshe u-Ifolokhwe  ube yi-gravity  esemgangathweni u-g, ize ke ngoko i-formula enge-gravity emhlabeni ibenokufumaneka. 

    Ifolokhwe 

apho ke u-Ifolokhwe  ayi-weight yento, kanti ke u-Ifolokhwe  yena yi-mass yento, aze yena u-Ifolokhwe  abe sisantya esiphakamileyo ngenxa ye-gravity okanye uzibuthe owenziwa kukuphakama kolwandle. Imalunga ne-Ifolokhwe .

Lo mthetho uthi xa uyazi i-mass ye-object okanye yento, usengakwazi ukubala ukuba ingakanani na i-force ekwinto ethile ngenxa ye-gravity okanye uzibuthe. kufuneka ubesemhlabeni ukuze ukwazi ukusebenzisa le-formula. Ukuba usennyangeni okanye ukwenye i-planet, usenokuyisebenzisa i-formula kodwa i-g iyakwahluka. 

I-force yi-vector, ngoko ke isenokuba okanye ingabinamandla kwaye isenokwalatha  dkwimikhondo ngemoikhondo. I-gravity isoloko isalatha phantsi emhlabeni (xa ungekho kwi-space).

I-Gravitational force

Enye i-equation ethetha nge-gravity yi:

    Ifolokhwe 

I-Ifolokhwe  yi-force; i-Ifolokhwe  yi-gravitational constant, esetyenziswa xa kuboniswa indlela i-gravity enyusa ngayo isantya sento; i-Ifolokhwe  yi-mass ye-object enye; i-Ifolokhwe  yi-mass ye-object yesibini; kunye no-Ifolokhwe  ngumgama phakathi kwee-objects. 

Le-equation isetyenziswa ukubala uhamba njani na umhlaba xa ujikeleza ilanga kwaye ingaba inyanga ihamba njani na xa ijikeleza umhlaba.  Ikwasetyenziswa xa kubalwa okokuba ingaba ezinye ii-planets, iinkwenkwezi, kunye nee-objects ezikwi-space zijikeleza njani na.  

I-equation ithi xa ii-objects ezimbini zinzima kakhulu, kuye kubekho i-force emandla kakhulu phakathi kwazo ngenxa ye-gravity. Ukuba ziqaqaelene okanye zahlukene kakhulu i-force leyo iyakubanamandla amancinane.  

Tags:

Ifiziki

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

UkwendaI-FungiAugustusIsiziba siviwa ngodoloDuathlonUmtshato wesintu/umendoAtomMahalapye (ilali)AmaXhosaIzdegerdes (General)UloliweI-e-mailImozuluNgumthi nexoloMalala YousafzaiUbunkokheliIndod'imba kweny'emqoloEsihleliyo sidl'ukuhlala, esiphilayo sesithwethwayoI-Hughes Dam (indawo yokugcina amanzi e-Australia, kwiLizwekazi laseVictoria)Ibhola yomnyaziBawo osezulwiniIsingxiUMshweshweGrinder yendalo yonkeNambornIBayolojiRio de JaneiroI-Peninsula yaseBalkanAfrican National CongressIshumi elinanyeImfazweIHloboI-PhosphorusUmngqushoI-Italian Professional Football LeagueELuSuthuIJografiRandburgInjaIimpawu zokudibanisa nokuthabathaUkohluka, ukulingana, kunye nokufakwaIPhondo yaNtshona-KoloniAlakossIChileI-AyidahoMessinaIntliziyoI-organismI-Italian Football FederationUkubhed'idlabaIBotswanaInkaw'ixingetyeniStation laseNarranderaI-KhandidaParmaUxam waphusileIziqithi zaseFaroeIShayinaIgolideClements Kadalie🡆 More