Imfazwe

Imfazwe lungquzulwano oluthatha ithuba elide, olucwangcisiweyo, olunezixhobo, noluphakathi kwezizwe okanye amaqela olubonakalisa ingcwangu, nokuphazamiseka kwentlalo yoluntu, ingakumbi izinga lokufa liyenyuka.

Imfazwe kufuneka iqondwe njengongquzulwano olucetyiweyo phakathi kwamaqela ezopolitiki ekuhlaleni. Izixhobo zobuchwepheshe ezisetyenziswa ngethuba lemfazwe zibizwa ngokuba yi-warfare. Xa imfazwe ingekho kuthiwa kukho uxolo.

Tags:

Uxolo

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Umthetho wokuqala''Ingwe idla ngamabala''EMantla eMakedoniAmaqhalo amaXhosaCastel Sant'EliaIJapaniIsiSwaziI-Henderson Field (Midway)Charl Cilliers, MpumalangaIzithethe zasebukhosini zezimvu zasePugliaIsikhululo seenqwelomoya saseAlghero-FertiliaEyokwindlaCampagnano di Roma (kumasipala)IfilosofiSteve BikoRomaniyaIfonetikiAmathumbuEminemUkuzenza akunje ngakwenziwaI-abacusImbilaFresnayeRafael Orozco MaestreIYunayithedi SteyitsiInzululwaziIntsholonngwaneUkufana kwezintoU-NgubengcukaThe SimsI-AutismKazakhstanU-AristotleIimbali zamaXhosaUnonkalaLenkonzo enyanisekileyo ka KrestuUNtsikana12 de Octubre Football ClubAyisilendI-sumRobben IslandUkudibanisa/UkongezaIZimbabweI-AngolaEGenevaI-integerIzifundo zokukhulisa nokuphuhlisa isizwe🡆 More