Umxube

ngokwakwakhemestri, umxube yinto eyenziwe ngezinto ezimbini nangaphezulu.

Ezi zinto zisenokuba ngamalungu eekhemikhali okanye zibe ngumdibaniso weekhemikhali ngeekhemikhali. Umxube usenokuba ngamanzi, into engengomanzi, ejiyileyo neqinileyo, okanye igesi.

Umxube awufani nomdibaniso owenziwe ngee-atom ezimbini nangaphezulu, apho ke i-atom nganye ixokomezelelwe kwenye ngekhonco ekuthiwa yibond. Umzekelo, umxube weegesi ihydrogen nenitrogen une-hydrogen ne-nitrogen, kungasiyio umdibaniso oyiammonia eyenziwe ngee-atom ze-hydrogen ne-nitrogen.

Xa kuthe kanti izinto ezixutyiweyo zingoomakufanwe xa zizonke ubunjani bento, njengezinto ezingengomanzi (izinto ezibujiya okanye ezibuqina kunamanzi, neziqinileyo), ezinje ngee-solid ezimbini, kuthiwa ngumxube womakufanwe. Ukuba izinto ezimbini ezahlukeneyo zidityanisiwe, njengentlabathi namanzi, ngumxube oheterogeneous.

Ukuba into enye kumxube inyibilika kwenye, ibizwa ngokuba yi-solution. Umzekelo, ukuba iswekile igalelwa emanzini yenza umxube, ize inyibilike ukuze kwenzeke i-solution. Ukuba ayinyibiliki, kuyakuthiwa yi-suspension.

Kanti nezinto ezingengomanzi, ezo zijiyileyo nezibuqina, zingayimixube. Iindidi zomhlaba ezininzi namatye olwalwa ayimixube [[iiminerali|yee-minerali ezahlukeneyo.

Tags:

Amanzi

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IntyatyamboIJapaniEbhayiUmyingeVI. UBUKHWENKWE BUKAlEPOQOAmaMpondoUxam wakholwa ngamantintintiIsiziba siviwa ngodoloUmhlabaIindlela yokuphilaI-OnchocerciasisOstreliyaIsixhobo sokuhamba kombane -18 EyekhalaUThixoGżiraE-AlgeriaIJerusalemIndodaAvellinoIsakhono sokufundaI-CNNBawo osezulwiniIsityeba mva sinqol'intabaUmqombothiUMzantsi AfrikaMasizingce ngelwimi zethuMicrosoft WindowsIzibuloUZaharaHellas Verona Football ClubIndlal' InamanyalaAkukho nzwan'ingenasiphakoUJacob ZumaIzintsoEMontiUkubamb'isisila sehobeAbaThembuMakhanda (Nxele)Robben IslandIzembeIJamaniIsigweboI-twigIAkaaIIranIHanoveri (eJamani)IsiNgesiNgumsont'onyikinyikiYinyama yamakhwenkweIi-hopsInkobeIseleIindabaIndaba yotyelo ayikholiUsaphoEyomqunguUngcoliseko lomoyaEzemidlaloIIndiaMozambikhIsiEsperantoMinecraftNelson MandelaKuxhelw' eXhukwanaJacob MatlalaUsilelwe isidudu semfe16Imbila yaswel'umsila ngokuyalezelaUYesu KristuIV. ABAKWAMGODELII-velocityI-crateITeknoloji🡆 More