Inyama Emhlophe

Inyama emhlophe okanye i-light meat yinyama inyama yezinto ezibhabhayo ezilula nemibalabala xa kuthelekiswa nenyama emdaka.

Ngokwesiqhelo, inyama emhlophe ibhekisa nakweyiphi inyama ezilula nemibalabala xa kuthelekiswa nenyama ebomvu njengenyama nenye inyama elolunye uhlobo.

Inyama Emhlophe
inyama yenkukhu yeyona nyama imhlophe neityiwa kakhulu.

Inyama emhlophe yenziwe ngenyama yeefibres ze-fast-twitch, ngeli lixa yona inyama ebomvu okanye emdaka ngombala yenziwe ngezihlunu ezinee-fibres ezi-slow-twitch.

Inyama yehagu

Xa sithetha ngokutya okusisondlo, abavelisi benyama bazimisele ukuyazisa imveliso yabo yenyama njengenyama emhlophe, kwaye i-United States i-National Pork Board ziyibeke kwizinga le-"zinye i inyama ezimhlophe", njengenyama yezinto ezinamaphiko, nentlanzi; kodwa, inyama ebomvu xa ingekaphekwa ize ithi yakuphekwa ijike ibemhlophe njengenyama yehagu zaziwa njengenyama ebomvu kwisebe lezolimo lase-United States ingakumbi xa umyinge we-myoglobin level ubangaphezulu kwama-65%. le yinto esashukuxwayo nanjengoko kukho olunye uhlobo lwentlanzi, olufana ne-tuna, zibomvu kodwa zithi zisakuphekwa zijike zibemhlophe; kananjalo, ezinye iintlobo zenyama yezinto ezibhabhayo eziye zithi ngamanye amaxesha zibonwe njengezinyama yazo imhlophe kodwa xa zingekaphekwa inyama yazo ibabomvu, njenge-rhanisi ne-goose. Kusenjalo, abakwa-USDA bayibona ibomvu yonke inyama yezilwanyana ezincancisayo."

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Umhobe wesizwe wase Mzantsi AfrikaIYunivesithi yeKoloni yaseGood HopeIintsomiInkululekoIJiolojiUkwanyisa okanye ukuncancisaSolomom MotswairoUmlomoInkokheliCenturion, GautengIsisu esihambisayoI-AyowaIMontanaDerby CampineiroIbhola ekhatywayoUkuzidla ngezinto ngemvelaphi yakhoI-mouse yekhompyuthaIPhondo laseMpuma-KoloniGardens, Cape TownImithetho elishumiUmtha wedoloZero ukunyamezelaUmxhaxhaUKwindlaIndlovu ayisindws ngumboko wayoEyokwindlaKazakhstanImalariyaE-ChicagoKuxhelw' eXhukwanaIinkomoESwitzerland ngexesha leMfazwe YehlabathiInkaw'ixingetyeniUthandoI-Peninsula yaseBalkanIjografiU-Buyelekhaya DalindyeboUmnikelo kugqirha Ntantala JordanI-Cremonese Sports UnionBrazil national football teamMelikaIsisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayoUsilelwe isidudu semfeShanghaiSecunda, MpumalangaIprojekthiINabraskhaIngca6UmthethoMarconi FoggiaEyomsintsiIYunayithedi SteyitsiIkhompyuthaUmtshato wesintu/umendoGini eNtsha yasePapuwaForeshore, Cape TownISerie A 2021-2022Microsoft WindowsI-cellItabirito Futebol ClubeIngwe idla ngamabalaI-AlabhamaOman🡆 More