Inkokheli

Inkokheli ngumntu onegunya lokuyalela abantu ukuba benze ntonina.

Ngokwentetho ecacileyo, inkokheli ngumntu olandelwayo ngabantu. Iqela labantu elingenankokheli yalo libizwa ngokuba liqela elingenankokheli. Inkokheli ngumntu owenza okokuba abantu bathathe amanyathelo okwenza intshukumo ngokubhekiselele kuloo nto ekufuneka yenziwe, apho bonke abo babandakanyekayo baneenjongo za zisengela thungeni linye. umsebenzi wenkokheli kukulawula izenzo zabalandeli bayo. Inkokheli imele iqela lenkampani. Umzekelo, Isekela mongameli laseCanada linelungelo lokulawula ilizwe laseCanada kwaye likwamele abantu baseCanada. Yinkokheli.

Jonga olunye ulwazi ngalo mba

Other websites

Inkokheli  Leaders Template:Politics-stub

Tags:

wikt:ukulawula

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

InyikimaAmathumbu esikhweneneImfazwe ka MlanjeniCrawfordUkhwekhwe lwexhwiliENetherlandsSawo Tome nePrinsipeCarbon dioxideBushra razackIngxabano yama-Arabhu namaSirayeli2024 Campeonato Amapaense - Série BMahathir MohamadIndlovu ayisindws ngumboko wayoAbujaCampeonato Paulista Série B3InzululwaziIMasetshusethiBothasigUkuzidla ngezinto ngemvelaphi yakhoUkungondlekiUkuhlukunyezwa kwesiyobisiMozambikhIzibuloLikhtensteyinIntlaloIsokaIndod'imba kweny'emqoloIZimbabweIziphawuliUKwindlaGloria Jean's CoffeesUbuKumkani bamaBritaneIncwadiIzihlomeloUbuhlanga eMzantsi AfrikaUHans Christian AndersenEzemidlaloIfolokhweU-Gqoba, William WellingtonUkuxhatshazwa kwabantwana ngesondoILuwiziyanaIsingxiIfonetikiUmtha wedoloNgekhulu IMelika8UJacob ZumaUmlambo iAmazonIsiko lolwalukoUZaharaFerdinand Marcos18 EyekhalaI-RepublicLenkonzo enyanisekileyo ka KrestuIYurophuI-integerInyeIqwarhashe🡆 More