Ijografi

IJografi zizifundo ngeHlabathi nangeempawu zalo, izidalwa ezihlala kulo, kunye nokwenzeka kwalo.

Igama elithi jografi livela kumagama esiGrike athi ("Umhlaba") kunye nelithigraphein ("ukubhala, ukuzoba"). Lithetha "ukubhala kunye nokuzoba umhlaba". eli gama laqala ukusetyenziswa ngumphandi obizwa ngokuba nguEratosthenes (276-194 B.C.).

Ijografi
Imephu yomhlaba

Iimpawu zalo zizinto ezifana namazwekazi, iilwandle, imilambo kunye neentaba. Abahlali balo ngabo bonke bantu kunye nezilwanyana ezihlala kulo. Izinto ezenzeka kulo zizinto ezifana namaza omoya, umoya, kunye nenyikima.

Umntu oyingcaphephe kwijografi kuthiwa yijografa. Ijografa izama ukuqonda ngeHlabathi nangezinto ezikulo, zaaqala kanjani zaza zatshintsha njani.

IJografi yahlulwe yangamacandela amabini elephysical geography nele human geography. KwiPhysical geography kufundwa ngobume bendalo yehlabathi ukanti kwihuman geography kufundwa ngobume boluntu kwihlabathi. Kwizifundo zoluntu lwasemhlabeni kungabandakanywa izinto ezifana noluntuolukwisizwe, Lumi njani uqoqosho lwesizwe, nezinye izinto.

iijografa kufuneka zibenolwazi oluphangaleleyo ngeemephu kuba kaloku iimephu zibaluleke kakhulu kumntu ofuna ukwazi ngejografi. Iijografi zizisebenzisa kakhulu iimephu, zide zizenze nokuzenza ngamaxesha amaninzi. ukwenziwa kwememphu kuthiwa yi''cartografi'', Ngokufanayo, abantu abenza iimephu kuthiwa ziicartografa.

Emhlabeni

Ijografi 
Itropical cyclone off Brazil

Iijografa ezifunda ziphicothe le planethi yasemhlabeni zingaqwalasela oku kulandelayo:

  • Imozulu
  • Ubume bomhlaba
  • amazwekazi
  • Iilwandle
  • umhlaba
  • amatye
  • imilambo
  • iintaba
  • iintshukumo zobushushu ezenzeka kwinzulu yomhlaba
  • iintshukumo ezenzeka kufutshane nomphezulu womhlaba

Uluntu lwasemhlabeni

Ijografi 
Igquba labantu lijikeleze iband.

Iijografa ezifunda ngoluntu lwasemhlabeni lungaqwalasela oku kulandelayo:

Amaphepha azalana nale ngxoxo

  • igalelo lejografi kupolitiko lwehlabathi

Izalathisi

Ezinye iiwebsite

Tags:

Ijografi EmhlabeniIjografi Uluntu lwasemhlabeniIjografi Amaphepha azalana nale ngxoxoIjografi IzalathisiIjografi Ezinye iiwebsiteIjografi

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

ParisIilwandleUmlamboIsityeba mva sinqol'intabaMasizingce ngelwimi zethuISerie B 2021-2022IYunayithedi SteyitsiAjentinaTable ViewNoni JabavuAmapolisaIRhiniI-MathematicsE-Marin CountyIindlela yokuphilaITeknolojiKumeleb'ibuyiswe ind'ebendalaB. R. AmbedkarCampeonato Brasileiro Série BIphepha ElingundoqoUJacob ZumaYinyama yamakhwenkweUkuzalwa wedwa ''ngumlu'' wanyamaIbhola yomnyaziBresciaAmazaULucky DubeInyama emhlopheSalernoUbugcisaTshazimpuziRadio Studio 54 NetworkEMzantsi AfrikaOonobumbaAkukho nzwan'ingenasiphakoIowaIsakhono sokufundaIBhayibhileLotus RiverMamelodiIYunivesithi yeKoloni yaseGood HopeInyanga zonyakaI-SpeciationFerdinand MarcosInkaw'ixingetyeniMayibuye indebendalaIindabaIntyatyamboIndlovu ayisindws ngumboko wayo2024 Paulista Football Championship-Uthotho A4Iindlela zokwenza uphando lobunzulwaziNoroweUmoyaIsiXhosaI-AccraIpopulationIsiBhuluOceaniaIBayolojiThongaVilla Nova Atlético ClubeIsiTsongaIfonetikiUlwakhiwo (ibhola ekhatywayo)🡆 More