I-Cargo

I-Cargo okanye igutsi  ithetha impahla  ehanjiswa ngabantu, ngokusoloko besebenzisa iinqwelo mafutha ezenzelwe loo msebenzi endaweni yezo zenzelwe iinkonzo zokuthutha abahambi.

Inqwelo idla ngokuba y-itruck okanye  igutsi, i-igutsi ehamba eyinqwelo ntaka okanye uloliwe oyigutsi.  

I-Cargo
Isitishi sezinto ezigcina impahla eHamburg
I-Cargo
Idonki caithwele iibhotile zegas eMorocco

Esi sibizo sisetyenziswa njengesibizo esingenakubaleka ngokwamanani; abantu bayakuthetha ngegutsi.  Namhlanje, iimpahla zihlala zipakishwa kwiitoni zokuhambisa iimpahla ngolwandle, endaweni yezo ze-bulk Cargo. indawo apho zothula khona eziCargo okanye ezi gutsi ibizwa ngokuba yi-cargo terminal.

Ezinye ii-Websites

Tags:

Imoto/Inqwelo amfutha

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

BettysgoedChampionship ka-santa Catarina, brazil Infant NameZimbiniIsisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayoIsityaloInyanga zonyakaMultilingualismNarutoIKhimbaliPotlako LeballoUmfaziIlizwekaziAl PacinoUnyawo alunampumloPaul YeboahCarbon dioxideRandfonteinLinqweme lentuloIndlovu ayisindwa ngumboko wayoIMontanaIKampalaUjiko lokutsala isiciko sewayiniIsiNgesiIzinyoIBotswanaKhaan Khuns-Erchim FCDaoucheIBulgariyaBaskin-RobbinsCaroebeInyikimaInkokheliTenerifeUvavanyo lweMount LemmonEyomsintsiIntethoImveliso yasekhaya encangathiELuSuthuISBNUMoya oyiNgcweleInkukhu isikwe umlomoLilishwa lomhluzi wamanqinaAssodéAAAAA Abakhenkethi Abakhenkethi baseTshayinaAppleI-EskomCanzibeClaremont, Cape TownUbuzweMoscouDerby CampineiroESkotlaniUkubamb'isisila sehobeI-Peninsula yaseBalkanUkuzalwa wedwa ''ngumlu'' wanyamaUmhobe weSizwe waseMzantsi Afrika omdala Die StemLenkonzo enyanisekileyo ka KrestuUmthetho wokuqalaInkampani yoSasazo yaseMelikaI-CarnivoreUkhenkethoCentury City, Cape TownUmlomo awunasizibaBack Yard BurgersNelson Mandela UniversityI-e-mail🡆 More