Amathumbu Esikhwenene

Eli qhalo lithetha into othenjiswa ngayo ube ungasokuze uyifumane, uyirhalele uncame.

Kudala bekusithiwa xa kuthunywa umntwana, Hamba mntwanam, ndiza kukupha amathumbu esikhwenene. Isikhwenene ibiyintaka enqabe kunene, ingenakufumaneka lula, kananjalo ibingenakubulawa lula, kuba ibiyintaka ebhabhela phezulu kakhulu, kubenzima kakhulu nokuyichana naxa sele igityiselwa ngentonga.Ngoko ke ibinqwenelwa ngabantu bonke le ntaka, ange umntu angakhe angcamle inyama yayo, nokuba ngamathumbu ayo. Nabantwana imbala bebehlala bethenjiswa ngawo kuba bebewanqwenela. Babesithi bakuthunywa batsibe kuba benethemba lokokuba bazakunikwa loo nto imnandi bathenjiswe ngayo. Kuhambe-kwahamba amathumbu esikhwenene abhekisa kwizimuncu-muncu zakwamlungu.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IMayiniMinecraft''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''IKapaIsisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayoUDingiwe wadudelwa nguJambaseUmvundl'uzek'indlelaI-Yunivesithi yasePitoliUngalahl'imbo yakho ngoPhoyiyana, kuba uphoyiyana uyemka ngomsoIgrammaBiggby CoffeeEMantla eMakedoniIsigweboEdenvale, GautengWalter Sisulu UniversityLinqweme lentuloNgumtya nethungaI-crateIGAMA LOBUSUTHUIsiko lolwalukoI-subatomic particleEyenkangaUMzantsi AfrikaU-Winnie Madikizela MandelaUNtsikanaTsadaIsiColombiaMasizingce ngelwimi zethuISO 3166UmyingeIndod'imba kweny'emqoloMexicoIsikhonkwaneIindabaUkubhed'idlabaAmatheKuthini ukuphumelelaIsakhono sokufundaI-velocityGżiraIi-hopsI-NeurologyMicrosoft WindowsIsenziUmlomo awunasizibaEsihleliyo sidl'ukuhlala, esiphilayo sesithwethwayoUmhlabaTranskeiUJacob ZumaI-PhosphorusIilwimi zaseMzantsi AfrikaNgumsont'onyikinyikiAmasiko nezithethe zakwaNtuEGenevaBaré Esporte ClubeUnyawo lwemfeneIsifo se-Coronavirus 2019EZambiaYinyama yamakhwenkweENetherlands16UmqombothiIwikipediaImithiLilishwa lomhluzi wamanqinaUkucinezeleka kwamaninaEyomqunguAbujaIsifo sephephaMultilingualism🡆 More