Ikapa

iKapa (ngesiNgesi: Cape Town, ngesiBhulu: Kaapstad) yeyona dolophu inkulu kwiPhondo lasentshona-Koloni.

IKapa
Ikapa
iKapa
Ikapa
Population density in Cape Town
Motto: Spes Bona (Latin for Good Hope)

Abantu abakule ndawo bazizigidi ezintathu.

Zintathu ezona dolophu zakhe zankulu nezaziwayo apha eMzantsi Afrika. eyokuqala yidolophu yaseGoli ezinze kwiphondo laseGauteng, kulandele eyaseKapa yona iphaya kwiPhondo laseNtshona-Koloni, kugqibele idolophu yaseThekwini yona ikwiPhondo lakwaZulu-Natal.

Le dolophu yaseKapa ngqongwe lulwandle I-Atlantic ikapa iququnjelwe ngolwandleiKapa lesiiphethelo ulwandle oluAtlantic.

iKapa ke iqulathe izinto ezinika umdla nezithi zibenomntsalane nakubemi bamanye amazwe. Lo nto ke ithi yenze ungeniso olumandla kwisizwe somzantsi Afrika. Ndothi ndikhankanye nje iznto ezimbalwa ezifana nolwandle, intaba

iKapa yeyona ndawo intle elizweni liphela yaziwa njenge ntshona-koloni ilizwe lentlantsi, ikapaa lendawo ezibukekayo kakhulu kubakhenkethi bangaphandle kukho iNtaba yeTafile (Table Mountain) kwaye likwanaso nesiqithi esaziwa ngokuba yiRobben island esikwincami yekapa enxwemeni lwelwandle kuhlala zonke intlanga kukho abaXhosa, mangesi, abeSuthu nabanye nabanye basemaphandleni kukho namasebe wezemfundo aphambili jikelele UCT (University of Cape Town), CPUT (Cape Peninsula University of Cape Town) nezinye ke zkhna endingazikhankanyanga ezinje nge stellenbocsh kunye ne UWC.

Ikapa yindawo ethandwa ngabantu abaninzi kunye ziya thandeka izinto zapha.

Tags:

IPhondo yaNtshona-KoloniIsiBhuluIsiNgesi

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

IlizwekaziIsithembuUkwendaENetherlandsAmathumbu esikhweneneIZenzoIsilwanyanaUbudodaIsango ensembleImbila yaswel'umsila ngokuyalezelaHMS BirkenheadIntethoAbabhali besiXhosaImithiI-SchistosomiasisIxhama litolwe ngabaThwaIfolokhweEMaputoIngxabano yama-Arabhu namaSirayeliMultilingualismUkutya kwamaMpondoHong KongUnyawo lwemfeneUmchamoBusi MhlongoUTiyo SogaLilishwa lomhluzi wamanqinaIAstronomiI-oxygenE-ChicagoUdidi LwesithathuMelikaCarbon dioxideIgaziIgrammaPIHlengesiUbungqinaIsiZuluIsityeba mva sinqol'intabaIsiNgesiMoscouIDelaweriIReyikyavíkiInkwenkweUbuhlwempuInqaku lesiseko eliphambili lephandemikhiIbhotileURajnath SinghImfazwe ka MlanjeniInyikimaKugawulwa owaziwayoEMontiAkukho nzwan'ingenasiphakoSuper Ligue (eNiger)Amaza2024 Campeonato Amapaense - Série BEThekwiniIBrazzavilleESkotlaniCampeonato Paulista 1913Ngumsont'onyikinyikiI-elementUkuzalwa wedwa ngumlu wanyamaIBhayibhile🡆 More