I-Cnn

Iindaba ezihamba ngobuxhakaxhaka bee-Cable zaapapashwa okokuqala emoyeni kumabonakude ngomhla woku-1 kwinyanga yesSilimela ngo-1980.  Iindaba zokuqala ezaapapashwa ngobuxhakaxhaka be-Cable zaphehlelelwa ngu-David Walker nomkakhe uLois Hart.

Kunyaka wayo wokuqala i-CNN iqeshe iingcali zopolitiko ezininzi, eziquka u-Rowland Evans noRobert Novak.ONgomhla woku-1 kweyomQungu ngo-1982 i-CNN yaaphehlelela umzila omtsha wokusasaza iindaba okwazalana nayo kodwa wonalo iqonga leengxoxo okanye iqonga lokuphawula libizwa ngokuba yi-CNN2. Iinkqubo zosasazo ezikumakomkhulu e-ziko leCNN eAtlanta, okanye, okanye kwi-Time Warner Center kwisixeko sase-New York, okanye kwi-studios e-Washington, D.C., nase-Los Angeles. I-CNN yeye-Time Warner, kunye nomzila weendaba zase-U.S.  ukwayinxalenye ye-nkqubo yosasazo yakwa-Turner.

I-CNN ibisoloko igxijwa rliZiko langasekunene eliphanda ngoSasazo ngokuthi i-CNN yenzelelela iphiko langasekhohlo. Ngokwela ziko, alikho kangako kwicala langasekhohlo xa kuthelekiswa nezahlulo nesahlulo seendaba zakwa ABC, NBC, kunye nakwa-CBS. Ibisoloko igxijwa ngamaArabhu ngokukhokhelisa ukwenzelelelela imelika. .

Amanye amaphepha azalana nala

  • U-Larry King
  • U-Michael Smerconish
  • U-Rowland Evans
  • U-Robert Novak
  • U-Ted Turner

Amanye amaphepha anokufundwa

Tags:

Washington, D.C.

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

ParisEstoniya2014 FIFuRoni da FutbollUmpostile uPawulosSSBC TVIfonetikiIhlathiUmlomo awunasizibaUkukholwa yeyokosaI-metalKuthini ukuphumelelaIinweleUkuxubaWolfgang Amadeus MozartUbomi be-Surf Life Saving Northern RegionIntaba-mliloAlexandra, GautengAmanda BlackSalernoIItalyMarsIsifo sephephaUmntu asint'izityand' igilaI-solidUlwimi PortugueseU-C (woku-programa ulwimi)Umhobe wesizwe wase Mzantsi AfrikaCTICCSävsjöIMontanaUnyawo alunampumloUbhodl'usambosaUlwandle i-ArcticaZenzile Miriam MakebaVI. UBUKHWENKWE BUKAlEPOQOIJamaniUbuhlanga eMzantsi AfrikaUmleqi maphuphaImephuI-AyowaUmamaInyikimaSamuel Edward Krune MqhayiPersepolis F.C.Ukuxhatshazwa kwabantwana ngesondoUkubhed'idlabaIimpawu zokudibanisa nokuthabathaInkukuUkucinezeleka kwamaninaIsifo sentsholongwane i-EbolaIKapaIMahikengOxhel'eyakhe akabuzwaECremonaAtomImoto/Inqwelo amfuthaGrisiIphepha ElingundoqoUNokhonya into kaNyangaEyekhala🡆 More