Amanqindi

Amanqindi ngomnye wemidlalo emidala nenomtsalane kwihlabathi lonke jikelele.

udla ngokubanjelwa kwisazinge baze bathi abadlali bamanqindi ababini (abathabatha inxaxheba kulo mdlalo) banxibe iigloves ezenzelwe lo mdlalo baze babethane. Zimbalwa iindlela zokuphumelela kumdlalo wamanqindi. Enye yawo kukuphumelela ngokulalisa ngophotho, apho ke kuxa umdlali ebethwe wawa phantsi imizuzwana elishumi engephindanga avuke. enye indlela kukubethwa ngetechnical knockout, apho ke umdlali engenakuphinde aqhubeke nokulwa okanye xa unompempe ewumisile umdlalo. Okunye okungenzeka kukuphumelela ngamanqaku, athi afunyanwe ngusomanqindi ngokulwa kwakhe nomnye umdlali wamanqindi ngokuthi ambethe izihlandlo ezininzi, embetha kakhulu, emchana. kukho nokulingana kwamanqaku kumdlalo wamanqindi. usompempe usenokumemezela ukulingana kwamanqaku ngenxa yengozi ethe yadala ukukrazuka kwendawo ethile komnye wabadlali okanye ngenxa yenxeba elithe lenzeka ngengozi, njengenxeba elisentloko. Ngokomthetho oku akukhalazelwa. kodwa, kumjikelo wesibini, okanye kowesine kwezinye iindawo, ukuba amanqaku ayalingana macala omabini, umlo kufuneka ubizwe nje ngonamanqaku alinganayo. umdlalo wamanqindi uthandwa kakhulu kwihlabathi jikelele.

Amanqindi
umdlalo wamanqindi wodidi oluphezulu kubonakaliswa uRicardo Domínguez esilwa noRafael Ortiz
Amanqindi
Abadlali bamanqindi kwilwandle lase Thekwini.

Iintshatsheli zomdlalo wamanqindi

  • uMuhammad Ali
  • Rubin "Hurricane" Carter
  • uNonito Donaire
  • uOscar de la Hoya
  • uJack Dempsey
  • uGeorge Foreman
  • uJoe Frazier
  • uEvander Holyfield
  • uLennox Lewis
  • uJoe Louis
  • uRocky Marciano
  • uManny Pacquiao
  • uWillie Pep
  • uSugar Ray Robinson
  • uMax Schmeling
  • uMike Tyson
  • uFloyd Mayweather, Jr.

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

I-phytoplanktonU-FW de KlerkUntunjanaULebu MathosaJohann Sebastian BachIngcaSantos FCDonald TrumpUkuqelelana kwabantuI-asexual reproductionUlwimi lwesiLatiniUmbutho wooSompempe baseItaliI-HerobrineZinder RegionUKatBaskin-RobbinsIimpawu zokudibanisa nokuthabathaIsarhaIntlalo kwaXhosaSamuel Edward Krune MqhayiIsifo sephephaUkukhululekaFrankfurtWalter Benson RubusanaAlakossIfonetikiEyekhalaSidniEzemidlaloKuxhelw' eXhukwanaIsikhululo seSandaInehibi yamanzi ifa ngamanzi, eyezikhali ifa ngezikhaliThenjiwe MtinsoELuSuthuIngcinezelo e Mzantsi AfrikaPulaE-ChicagoAmaMpondoOrphanEdirneIMontanaSlovakiyaSloveniyaIPhondo yaNtshona-KoloniSt James, Cape TownPeruNorthern IrelandUmtshato wesintu/umendoMilanFalwelIAstronomiUmtha wedoloUlwimi lwesiRomaniaI-AutismUzaloSosna-RISpainUcalucalulo lwamazikoInyama emhlopheLe Fabuleux Destin d'Amélie Poulain🡆 More