U-Fw De Klerk

}UFrederik Willem de Klerk nguMpolitiki waseMzantsi Afrika.

U-De Klerk wazalwa eGoli, ngomhla we-18 ekwindla ngo-1936. . WayenguMongameli waseMzantsi Afrika ukusukela ngo-1989 de kwango-1994. Ngo-1993, wawongwa ngembasa yeNobel Prize ngokuba noxolo noNelson Mandela. bathi bawongwa ngembasa ngokuphelisa ingcinezelo ngoxolo nangokuseka urhulumente omtsha wentando yesininzi eMzantsi Afrika. Ukusukela ngo-1994 ukuya ku-1996 wayengusekela-mongameli waseMzantsi Afrika. Ngo-1997, wadla umhlala-phantsi kwezopolotiko. Ngo-2004, wayishiya iNew National Party, kwakuthi kanti ifuna ukuzimanya ne-African National Congre ukuze zibe ngumbutho omnye. u-De Klerk wafundela ubugqwetha. waziphothula izifundo zakhe ngo-1958. Njengomfundi, wajoyina iNational Party. Emva kokuba ethweswe isidanga, waaba ngumcebisi wabo ngokwezomthetho, de kwango-1972. Kumtshato wakhe wokuqala noMarile Willemse balizwa ngabantwana abathathu. Okokoko kwango-1998, utshate noElita Georgiades.

Tags:

EMzantsi AfrikaNelson Mandela

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Isityeba mva sinqol'intabaIsibizoU-Winnie Madikizela MandelaEViennaAmazaUlwimi lwasiFrentshiEntrenaUnonkalaRio BrilhanteAmathe''Akukho Nkwal'iphandel'el'enye, ephandel'enye yenethole''Ekhwithoriyal GiniIII. UMHLOMITshazimpuziBoksburgInkwenkweziUkuthetha/ukukhupha ulwaziILuwiziyanaUsuku lwe-ValentineIphephaB. R. AmbedkarEyomqunguUlwalukoIndaba yotyelo ayikholiIKhalifoniyaMelikaIzihlomeloI-PhosphorusILatviyaU-NgubengcukaUfudoBolognaBrazilian Soccer TeamIbali lelali yaseTyrolineYegushaGrinlendInyanga zonyakaUlwimi lwesiLatiniUbuhloboIndlalaIKhimbaliIsisele sombinzaNelson MandelaAmaXhosaUkhwekhwe lwexhwiliLenkonzo enyanisekileyo ka Krestu11 (inani)Umhobe wesizweEntlangoUsilelwe isidudu semfeJoe Slovo ParkVeronaIsiziba siviwa ngodondoloEssendon AirportIimpunduISO 3166Kukubhadla okungeyonyaniIYukreyiniUEFAEsihleliyo sidl'ukuhlala, esiphilayo sesithwethwayoIndlovu ayisindws ngumboko wayoIMisisiphiIChelseaIfilosofi🡆 More