Abuja

I-Abuja ngundlunkulu wedolophu yaNigeria.

Izinze kumbindi weNigeria, kwFederal Capital Territory (iFCT). I-Abuja sisixeko esicwangcisiweyo, kwaye sakhiwa ngeminyaka yooo1980. Yathi yabekwa ngokusesikweni njengedolophu engundlunkulu ngomhla we-12 KweyoMnga ngo1991, ithatha indawo yeLagos, nangona kunjalo le ndawo isathathwa njengesona sixeko sithandwa kakhulu. Nge-census ka2006, esi sixeko saseAbuja sasinabantu abangama776,298, loo nto ke yasenza okokuba ibesisixeko seshumi kwezithandwayo eNigeria. I-Abuja iye yanabantu abaninzi abangena kuyo; oku kwanda koluntu lwenze okokuba kubekho iidolophu ezisebenza ngesatellite ezinjengeKaru Urban Area, iSuleja, iGwagwalada, iLugbe, iKuje neendawo ezincinane ezihlala abantu apho le dolophu icwangcisiweyo yanda khona. Indawo kwisixekokazi engekho mthethweni eAbuja inoluntu olungaphaya kwezigidi ezintathu kwaye iyeyesine kwezakhe zankulu eNigeria, ibe ke yodlulwa kuphela yiLagos, iKano kunye neIbadan.

Abuja
Nigeria's National Assembly in Abuja.

Abuja Abuja

Tags:

🔥 Trending searches on Wiki isiXhosa:

Ukuzalwa wedwa ngumlu wanyamaIsikhululo seenqwelomoya saseAmsterdam SchipholReggio EmiliaLifeEKomaniAl PacinoAmanziI-CargoI-DemocracyInkukhuI-Lovedale (eMzantsi Afrika)Neptune (i-astronomy)I-IlinoyiIbhokwe efuywayoUNDP South AfricaPIzizwe ezimanyeneyoIsi-InterlingueJohann Sebastian BachOceaniaEntrenaUmsintsiUmtha WelangaUlwimiMicrosoft WindowsI-EncryptionInkobeAlexander MakedonIntyatyamboMayibuye indebendalaSerie AUmlamboIsisele sombinzaISivumelwano saseVersaillesINabraskhaVallettaI-Particle physicsIlatin AmericaI-organismEzolimoAfrican National CongressC.J. LangenhovenAmazwi alula omculo wefowuniIchizaI-AfrikaBenfácilSantos FCNgoSeptemba 11, 2001 ukuhlaselwaUkhenkethoYindaba yakwantombiIqathaTriesteAbaThembuIFloridaGeorge W. BushIRashiyaUkuqelelana kwabantuVeronaIseleINyuyokhu🡆 More